1 KASAMWELI 11

USawule uchitha umkhosi wama-Amon 1 Ukumkani uNahashe wama-Amon wahlasela idolophu iJabheshe ekummandla wamaGiliyadi, wayivingcela. Amadoda onke alapho eJabheshe athi kukumkani uNahashe: “Masenze umnqophiso woxolo. Siyavuma ukukuthobela.” 2 UNahashe uthe ukuphendula:…

1 KASAMWELI 12

Amazwi kaSamweli okuzibeka phantsi iintambo 1 Wasuka ke uSamweli, wabhekisa kumaSirayeli ephela, wenjenje: “Niyabona, into ebeniyicelile kum ndiyenzile, ndammisela ukumkani wenu. 2 Nanku; uza kunilawula. Mna sendaluphele ndaba yingwevu. Noonyana…

1 KASAMWELI 13

USamweli ukhalala uSawule 1 Akuba nonyaka ukuya kwiminyaka emibini elawula kwaSirayeli 2 uSawule wakhetha amawaka amathathu amadoda akwaSirayeli. Amawaka amabini asala naye eMikimashe naseBhetele kweleentaba. Elinye iwaka walithumela eGibheya kummandla…

1 KASAMWELI 14

1 Ngamhla uthile uJonatan unyana kaSawule wavakala esithi kumfana omphathela izikrweqe: “Masikhe siwelele ngaphesheya phaya kulaa kampana yamaFilistiya.” Phofu akayithethanga kuyise le nto uJonatan. 2 USawule wayemise eMigron, phantsi komthi…

1 KASAMWELI 15

Imfazwe yamaSirayeli nama-Amaleki 1 Ke kaloku uSamweli wabhekisa kuSawule wenjenje: “Ndim owathunywa *nguNdikhoyo ukuba ndikuthambise ube ngukumkani wabantu bakhe amaSirayeli.Phulaphula ke ngoku, uve udaba oluvela kuNdikhoyo. UNdikhoyo uThixo onamandla onke…

1 KASAMWELI 16

UDavide wenziwa ukumkani 1 *UNdikhoyo wathi kuSamweli: “Koda kube nini uzingcungcuthekisa ngenxa kaSawule? Ndimkhiqile ekulawuleni amaSirayeli. Zalisa iqhaga lakho ngamafutha omnquma, uye eBhetelehem kwaJese, kuba ndityumbe omnye koonyana bakhe ukuba…

1 KASAMWELI 17

UGoliyati ucel’ umngeni kumaSirayeli 1 Laxubayela, amabutho amaFilistiya aqokelelana eSoko, idolophu eyayikwaJuda. Ikampu yawo ayimisa kwindawo ekuthiwa yiEfese-damin, phakathi kweSoko neAzeka. 2 USawule namajoni amaSirayeli aya kudibanela entlanjeni ekuthiwa yeyom-oki,…

1 KASAMWELI 18

UDavide noJonatan 1 Bayigqiba incoko yabo ooSawule noDavide. Intliziyo yonyana kaSawule, uJonatan, yaphakelana kanobom nekaDavide, wamthanda ngale ndlela azithanda ngayo yena. 2 Kususela loo mini uSawule akazange amvumele agoduke uDavide….

1 KASAMWELI 19

Ukuthiywa kukaDavide nguSawule 1 Ke kaloku uSawule waxelela unyana wakhe uJonatan kunye namaphakathi akhe ukuba uDavide makabulawe. Phofu uJonatan wayevana kakhulu noDavide. 2 Usuke ke uJonatan waya kuchazela uDavide, esithi:…

1 KASAMWELI 20

UJonatan ucengela uDavide kuSawule 1 Emva koko uDavide wasaba eNayoti eRama, wabalekela kuJonatan. Ufike wabuza wathi: “Ngaba yintoni le ndenze yona kukumkani? Ndenze tyala lini? Ndimone ngani na uyihlo le…