1 KASAMWELI 21

UDavide ubalekela eNobhi kwa-Ahimeleki 1 Ukusuka apho uDavide waya kwambingeleli uAhimeleki eNobhi.Wamhlangabeza uAhimeleki esoyika, wambuza esithi: “Kutheni uhamba wedwa nje? Kutheni kungekho bani ukukhaphayo nje?” 2 Uphendule wenjenje uDavide: “Ndize…

1 KASAMWELI 22

UDavide uzimela eMowabhi 1 Emva koko wemka eGati uDavide, ebalekela kumqolomba ongaseAdulam.Abantakwabo nendlu yonke kayise baya kugaleleka apho bakuba bevile ngomkhondo wakhe. 2 Kwakudla ngokuya kuye abantu ababandezelekileyo, nabaneengxaki zamatyala,…

1 KASAMWELI 23

UDavide uhlangula iKehila 1 Zafika kuDavide iindaba ezithi: “AmaFilistiya ayihlasele idolophu iKehila; aphanga ingqolowa apho ibhulelwa khona.” 2 UDavide wabuza *kuNdikhoyo wathi: “Mandiwahlasele na amaFilistiya?” UNdikhoyo wathi: “Yiya kuwahlasela, ubahlangule…

1 KASAMWELI 24

UDavide wala ukubulala uSawule 1 Ukubuya kwakhe uSawule emfazweni, evela kulwa namaFilistiya, waxelelwa ukuba uDavide wayekwintlango yase-Engedi. 2 USawule wathatha amawaka amathathu amadoda akhethiweyo kwaSirayeli, wangena ekhondweni, esiya kukhangela uDavide…

1 KASAMWELI 25

Ukufa kukaSamweli 1 Wathi akubhubha uSamweli aqokelelana onke amaSirayeli, aza amzilela. Wangcwatyelwa kowabo eRama uSamweli. UDavide noAbhigeli Emva koko uDavide wemka waya kuhlala kwintlango iParan. 2 Ke kaloku eMawon bekukho…

1 KASAMWELI 26

UDavide wala kwakhona ukubulala uSawule 1 AmaZifi ahambela kuSawule eGibheya, athi: “Nanko uDavide ezímele kulaa nduli iHakila ekumaphethelo entlango yelakwaJuda.” 2 Unduluke kwangoko uSawule wenjenjeya, ehamba namawaka amathathu amadoda akhethiweyo…

1 KASAMWELI 27

UDavide kwelamaFilistiya 1 Emva koko uDavide wacinga wathi: “Uya kuze andithi hlasi andibulale uSawule lo ngenye imini. Icebo linye ke: kukusabela kwelamaFilistiya. Wondincama ke uSawule, ayeke ukundifuna kwaSirayeli, ndibe ke…

1 KASAMWELI 28

1 Ngaloo mihla amaFilistiya ayeqokelele amabutho, eza kulwa namaSirayeli. Ukumkani uAkishe wabhekisa kuDavide wenjenje: “Uzuqonde mhlophe ukuba wena namadoda akho niza kulwela mna kule mfazwe!” 2 Uphendule wathi uDavide: “Uza…

1 KASAMWELI 29

UDavide uyagxothwa ngamaFilistiya 1 Amabutho amaFilistiya aqokelelana eAfeki, waza umkhosi wamaSirayeli waya kumisa ngakumthombo waseYizereli. 2 Zaphuma iikumkani zamaFilisitiya, zihamba namabutho azo angamakhulu-khulu namawaka-waka. Yena uDavide namadoda akhe babelandela ngasemva,…

1 KASAMWELI 30

Idabi likaDavide nama-Amaleki 1 Ngomhla wesithathu bagaleleka eZikelage ooDavide namadoda akhe. Bafika ama-Amaleki esanda kungenela amazantsi elakwaJuda, ahlasela neZikelage. Ayeyitshise pam loo dolophu, 2 athimba abafazi nabantwana bonke. Kwakungafanga mntu…