1 KAYOHANE 1

ULizwi uSobomi 1 Ndibhala ndinibalisela ngoLizwi uSobomi, owayekho kwasekuqaleni. Sasithetha naye, simbona ngamehlo, simbukela, sigudlana naye ngamacala. 2 Uthe akuvela sambona. Yiyo ke le nto ndinibaliselayo ngaye, ndinixelela ngaye uSobomi…

1 KAYOHANE 2

UKrestu ummeli wethu 1 Ndinibhalela nje, bantwana bam, ndifuna niyeke ukona. Kambe ke xa kukho umntu othe wona ukhona ummeli wethu kuBawo, nditsho uYesu Krestu olilungisa. 2 Ewe, kaloku nguye…

1 KAYOHANE 3

1 Hayi ubukhulu bothando lukaThixo uYise kuthi! Uthando lwakhe lukhulu kangangokuba ude athi uThixo singabantwana bakhe. Kambe ke singabo ngenene. Yiyo loo nto lingasiqondi nje ihlabathi; noThixo kaloku alimazi. 2…

1 KAYOHANE 4

UMoya wenyaniso nomoya wobuxoki 1 Zihlobo, musan’ ukusuka nikhokelwe nje nanguwuphi na umoya. Wonke umoya wuvavanyeni, nikhangele ukuba ngaba uvela kuThixo na. Kaloku baninzi *abashumayeli abanefuthe lobuxoki abajikeleza elizweni. 2…

1 KAYOHANE 5

Ukoyisa ihlabathi 1 Nawuphi na umntu okholwayo ukuba uYesu unguKrestu, ungumntwana kaThixo; yaye ke nabani na omthandayo umzali uyamthanda nomntwana. 2 Ukuba siyamthanda uThixo siyithobela nemiyalelo yakhe, loo nto luphawu…