1 KWABASEKORINTE 11
1 Hambani ekhondweni lam, njengoko mna ndihamba ekhondweni likaKrestu. Ukugquma intloko enkonzweni 2 Ndiyanincoma ngokusoloko nindikhumbula, nizigcina nezithethe endininike zona. 3 Kambe ke ndifuna nicacelwe kukuba njengoko uKrestu ongamele indoda…