1 YEZIGANEKO 21

UDavide wenza ubalo 1 Ke kaloku uSathana wavukela uSirayeli ngokuxhokonxa uDavide ukuze awabale amaSirayeli. 2 UDavide wathetha noJowabhi nabanye abaphathi bomkhosi, wathi kubo: “Yiyani kubala amaSirayeli, niqale eBheshebha, nime kwaDan….

1 YEZIGANEKO 22

1 Ke kaloku uDavide wathi: “Iza kwakhiwa apha indlu *kaNdikhoyo uThixo kunye neqonga lamadini atshiswayo awenzelwa uSirayeli.” Amalungiselelo okwakha indlu kaThixo 2 Ngoko ke uDavide wayalela ukuba kuqokelelwe bonke abasemzini…

1 YEZIGANEKO 23

AbaLevi 1 Ke kaloku uthe akukhula, xa seleyindoda enkulu, uDavide wabeka unyana wakhe uSolomon wangukumkani kwaSirayeli. 2 Kananjalo waqokelela zonke iinkokheli zakwaSirayeli kunye nababingeleli nabaLevi. 3 Babalwa abaLevi ababudala bungamashumi…

1 YEZIGANEKO 24

Ukwahlulwa-hlulwa kwababingeleli 1 Oonyana baka-Aron babahlulwa-hlulwe kanje: Naba oonyana baka-Aron: uNadabhi, uAbhihu, uEliyazare, noItamare. 2 Kambe ke yena uNadabhi noAbhihu basweleka bengenanyana kwangaphambi kokusweleka kukayise.Ngoko ke ababingeleli yaba nguEliyazare noItamare….

1 YEZIGANEKO 25

Iimvumi zendlu kaThixo 1 Ukumkani uDavide, ekunye neengqwayi-ngqwayi zomkhosi, wachonga abathile koonyana baka-Asafu, nabakaHeman, nababakaJedutum, wabanika umsebenzi wokushumayela bekhalisa iihapu nemirhubhe namacangci. Nanga ke amadoda awayephethe lo msebenzi: 2 Koonyana…

1 YEZIGANEKO 26

Abagcini-masango bendlu kaThixo 1 Nazi iintloko zamaqela abagcini-masango endlu kaThixo: KumaKora yayinguMeshelemiya unyana kaKore wendlu ka-Asafu. 2 UMeshelemiya wayenoonyana abasixhenxe: yayinguZekariya owamazibulo, ibe nguYediyali, uZebhadiya, uYateniyeli, 3 uElam, uYohanan, noEliyehunayi….

1 YEZIGANEKO 27

Umkhosi kaDavide 1 Nguwo lo umkhosi wamaSirayeli: Bekukho amabutho alishumi elinambini, ibutho ngalinye liba namadoda angamashumi amabini anane amawaka. Amabutho la ayebolekisana ukwenza umsebenzi wakomkhulu inyanga nganye enyakeni. Bekukho iinkulu…

1 YEZIGANEKO 28

Imiyalelo yokwakhiwa kwendlu kaThixo 1 UDavide wawabiza onke amagosa akwaSirayeli ukuze aze kuhlangana eJerusalem: iinkokheli zezindlu, neenkokheli zamabakala ngamabakala kwabasebenza komkhulu, neengqwayi-ngqwayi zamabutho aliwaka kunye nalikhulu, namagosa ajongene nemihlaba nemfuyo…

1 YEZIGANEKO 29

Izipho zokwakha indlu kaThixo 1 Ukumkani uDavide wathetha nebandla likaSirayeli liphela, wathi: “Unyana wam uSolomon, lo unyulwe *nguNdikhoyo, noko uselula, yaye ke akanamava. Umsebenzi lo ke wona mkhulu, kuba eli…