1 YOOKUMKANI 1
UDavide ekwaluphaleni kwakhe 1 Ngoku ke ukumkani uDavide wayeyindoda eyalupheleyo, iminyaka yakhe seyihambile. Wayekhathazwa kukugodola, kuba wayengafudumali noba selefunjelwe ngeengubo ezininzi. 2 Ke kaloku amaphakathi akhe athetha naye athi: “Masikukhangelele…