2 KAPETROS 1

Isingeniso 1 Kubhala mna sicaka sikaYesu Krestu *nomthunywa wakhe, uSimon Petros. Ndibhalela nina bathe ngenxa yobulungisa bukaThixo noMsindisi wethu uYesu Krestu nânokholo olunjengolwethu ukuxabiseka. 2 Nanga ngenxa yokwazana kwenu noThixo…

2 KAPETROS 2

Abafundisa ubuxoki 1 KwaSirayeli babekho *abashumayeli abaxokayo; ngokunjalo ke naphakathi kwenu baza kubakho abafundisa ubuxoki. Bona baza kunyebelezisa iimfundiso ezidala intshabalalo. Baya kuphika nkqu neNkosi le ibasindisileyo, baze ngokwenjenjalo bazibizele…

2 KAPETROS 3

IMini yeNkosi iyeza 1 Zihlobo zam, yeyesibini le ngoku incwadi endinibhalela yona. Kuzo zombini ezi ncwadi bendizama ukuvuselela iingcinga ezintle ezingqondweni zenu. 2 Bendinikhumbuza izinto ezathethwa *ngabashumayeli abangcwele mandulo, kwanemiyalelo…