2 KASAMWELI 1

UDavide uxelelwa ngokufa kukaSawule 1 Akuba uSawule efile, uDavide wabuyela eZikelage emva kokoyisa kwakhe ama-Amaleki, wachitha khona iintsuku zambini. 2 Ngolwesithathu usuku kwafika mfo uthile, evela kwikampu yomkhosi kaSawule. Wayambethe…

2 KASAMWELI 2

UDavide ngukumkani wakwaJuda 1 Emva koko uDavide wabuzisa *kuNdikhoyo wathi: “Ndingaya kuhlala na kwesinye sezixeko zakwaJuda?” UNdikhoyo wathi: “Yiya.” Wabuza uDavide wathi: “Mandiye phi?” Wathi uNdikhoyo: “Yiya eHebron.” 2 Wahamba…

2 KASAMWELI 3

1 Ke kaloku kwaba lixesha elide kukho imfazwe phakathi kwendlu kaSawule nendlu kaDavide. Lo gama iphelelwayo indlu kaSawule, ekaDavide yona yayisiya iqina ngokuqina. Oonyana bakaDavide 2 EHebron uDavide wazala oonyana….

2 KASAMWELI 4

Ukugwintwa kukaIshbhoshete 1 Unyana kaSawule uIshbhoshete waphelelwa ngamandla zakufika iindaba zokuba uAbhinere ufele eHebron, othuka kakhulu namaSirayeli. 2 Ke kaloku uIshbhoshete wayenabafo ababini abaziinkokheli zabanqolobi. Ayezizinto zikaRimon wesizwe sakwaBhenjamin eBheroti….

2 KASAMWELI 5

UDavide ulawula kwaSirayeli 1 Ke kaloku izizwe zakwaSirayeli zonke zahlanganisana kuDavide eHebron, zathi: “Mhlekazi, siyazalana; sikwaligazi lakho. 2 Phambili phaya, ngokuya uSawule ebesengukumkani, amaSirayeli ayekhokelwa nguwe xa aya emfazweni. *UNdikhoyo…

2 KASAMWELI 6

Ukulandwa kwetyesi yomnqophiso 1 Ke kaloku uDavide waphinda wabiza awona magorha omkhosi wakwaSirayeli, amashumi amathathu amawaka ewonke, 2 waya nawo eBhali kwaJuda ukuya kulanda khona ityesi yomnqophiso kaThixo, enegama *likaNdikhoyo…

2 KASAMWELI 7

Isithembiso sikaThixo kuDavide 1 Akuba ukumkani ezinzile kwikomkhulu lakhe, *noNdikhoyo emnike ukuphumla kuzo zonke iintshaba ezimnqongileyo, 2 wathetha *nomshumayeli uNatan wathi: “Khangela, mna ndihlala kwibhotwe elakhiwe ngamaplanga omsedare, ukanti yona…

2 KASAMWELI 8

Uloyiso lukaDavide ezimfazweni 1 Ke kaloku ekuhambeni kwexesha uDavide wawahlasela amaFilistiya, wawoyisa, wabuhlutha ubukhosi esandleni sawo. 2 Ngokunjalo wawoyisa namaMowabhi. Uwalalise phantsi emhlabeni, wathatha intambo, wawalinganisa ngayo, isibini sobude bawo…

2 KASAMWELI 9

UDavide noMefibhoshete 1 UDavide wathi: “Ngaba akusekho nampunde na iseleyo kumzi kaSawule? Ndifuna ukuyenzela inceba ngenxa kaJonatan.” 2 Kwakukho isicaka sakwaSawule apho, uZibha igama. Kwathiwa masiye phambi kokumkani. Wasibuza ukumkani…

2 KASAMWELI 10

UDavide woyisa ama-Amon 1 Emva koko wafa ukumkani wama-Amon, kwaza ke esikhundleni sakhe kwalawula uHanun unyana wakhe. 2 Ke uDavide wathi: “Mandimenzele ububele uHanum unyana kaNahashe njengoko wandenzelayo ububele uyise.”…