2 KUTIMOTI 1

Isingeniso 1 Kubhala mna Pawulos *umthunywa kaYesu Krestu ngokuthanda kukaThixo, owandithuma ukuba ndishumayele isithembiso sobomi, esinabo ngokumanywa noKrestu Yesu. 2 Ndibhalela unyana wam endimthandayo uTimoti.Ndithi: Kuwe makube sisisa, inceba, noxolo…

2 KUTIMOTI 2

Ijoni elinyanisekileyo likaKrestu 1 Ke ngoko, nyana wam, yomelela ngenxa yesisa sikaThixo esisifumana ngokumanywa noKrestu Yesu. 2 Wayiva phambi kwamangqina amaninzi imfundiso yam. Loo mfundiso ke yinike amadoda onokuwathemba, ibe…

2 KUTIMOTI 3

Imihla yokugqibela 1 Kucace mhlophe ukuba imihla yokugqibela iya kuba ngamaxesha anzima. 2 Abantu baya kuba ngabathandi beziqu zabo, bathande imali, bezigwagwisa, bengoozwi-labo. Baya kunyelisa, bangathobeli bazali, bengabuleli, beluchasa unqulo,…

2 KUTIMOTI 4

1 Ndiyakuyala phambi koThixo noYesu Krestu oza kugweba abahleliyo nabafileyo, xa afikayo eze kulawula. 2 Lushumayele udaba, zingisa ukuluvakalisa ngamathuba alungileyo naxakileyo. Baqononondise abantu, ukhalime, ubakhuthaze, ufundisa ngomonde. 3 Liyeza…