2 KWABASEKORINTE 1

Isingeniso 1 Kubhala mna Pawulos – *endingumthunywa kaKrestu Yesu, ngokuthanda kukaThixo – kunye noTimoti uwethu. Sibhalela ibandla likaThixo eliseKorinte,nemilowo yakhe yonke kwelaseAkaya, sisithi: 2 Wanga uThixo uBawo wethu, kunye neNkosi…

2 KWABASEKORINTE 2

1 Ndandizimisele ke ukuba andiyi kuphinda ndize kuni, ndize kunenza lusizi. 2 Kuba ndingónwatyiswa ngubani, xa ndikhathaza nina? Kaloku akukho wumbi ngaphandle kwenu! 3 Into ke eyandibangela ukuba ndinibhalele laa…

2 KWABASEKORINTE 3

Umnqophiso omtsha 1 Ngaba ndiyawazincoma? Ngaba nam ndikwanjengabantu abathile, ndifuna iincwadi zokuzazisa ezivela okanye eziya kuni? 2 Hayi bo! Incwadi yam nini, ibhalwe ezintliziyweni zethu, futhi iyaziwa ifundwa ngumntu wonke….

2 KWABASEKORINTE 4

Ubutyebi ezityeni zodongwe 1 Ngoko ke uThixo ngenceba yakhe usinike ubizo lokumsebenzela; yiyo loo nto ke singethi mandla. 2 Ngapha koko sisuka siyilahle imikhwa elihlazo, sibutyeshele ubuqhetseba, nelizwi likaThixo singaligqwethi….

2 KWABASEKORINTE 5

1 Siyazi kaloku ukuba xa ithe yachithwa le ndlu yalapha emhlabeni, sinesakhiwo asilungiselele sona uThixo, esisezulwini, esiya kuhlala sihleli. 2 Kule meko siyancwina, silangazelela ukungena kweso sakhiwo sethu sisezulwini. 3…

2 KWABASEKORINTE 6

1 Ngoko ke njengabo basebenzisana noThixo siyanibongoza ukuba ningathi kanti ubabalo lukaThixo nilwamkelele ilize. 2 Kaloku uthi uThixo: “Ndasabela ngomhla okholekileyo, ndakunceda ngomhla wokusindiswa kwakho.” Khangela ke, nguwo lo umhla…

2 KWABASEKORINTE 7

1 Xa ke kanti, mawethu, izithembiso ezinje zenzelwa thina, masizenze sibe nyulu emzimbeni nasemphefumlweni, sibe ngcwele ngokuhlala simoyika uThixo. Uvuyo lukaPawulos 2 Nize nihlale nindikhumbula. Andonanga mntu, ndingenzakalisanga bani kuni,…

2 KWABASEKORINTE 8

Ukunikela kwamakholwa 1 Ndithanda ukunazisa, mawethu, ngendlela esisebenze ngayo isisa sikaThixo kumabandla aseMakedoni. 2 Balingeke ngokugqithisileyo, iinkathazo zibavela ngapha nangapha; kodwa naxa kunjalo, babenochulumacho olukwangako, baza banikela ngezandla ezingenamkhinkqi, nangona…

2 KWABASEKORINTE 9

Iphulo lokunceda amaKrestu 1 Akukho mfuneko yokuba ndinibhalele mayela nombandela wephulo lokunceda abantu bakaThixo abakwaJuda. 2 Ngangokuwazi kwam umdla eninawo sendide ndaqhayisa nokuqhayisa ngani kubantu baseMakedoni, ndisithi nina ma-Akaya naniseniwulungele…

2 KWABASEKORINTE 10

UPawulos ukhusela umsebenzi wakhe 1 Ndim, mna Pawulos ngenkqu, onibongozayo, nakuba kusithiwa ndinobulali ndithantamisa xa ndilapho phakathi kwenu, kodwa ndithi ndakuba ndisithele ndibe nesibindi nobuganga ngakuni. Ndiyanicenga ke, ngenxa yokuthantamisa…