2 KWABASEKORINTE 11

UPawulos nabathunywa bobuxoki 1 Bendinga ningakhe nindinyamezele kancinane kobu budenge bam; ngenene ndinyamezeleni! 2 Ndinekhwele ngani kanye ngale ndlela uThixo anekhwele ngayo ngani; ninjengentombi enyulu endiyendisela esokeni elinye qha, elinguKrestu….

2 KWABASEKORINTE 12

Imibono nezityhilelo zikaPawulos 1 Ndiya kuqhayisa ke khona, nakuba loo nto ingancedi nje. Ndiza kubalisa ngemibono nangezityhilelo zeNkosi. 2 Kukho mfo uthile womKrestu owathi kwiminyaka elishumi elinane eyadlulayo, wathwetyulelwa phezulu…

2 KWABASEKORINTE 13

Izilumkiso nemibuliso 1 Eli liza kuba lixesha lesithathu ndinityelela. “Nasiphi na isityholo kufuneka simiswe ngamangqina amabini okanye amathathu,” njengoko zisitsho *iziBhalo. 2 Ndibhekisa kwabo babonile ngaphambili, kunye nawuphi na ongomnye….