2 KWABASETESALONIKA 1

Isingeniso 1 Kubhala mna Pawulos, ndikunye noSilas noTimoti. Ndibhalela ibandla likaThixo wethu elimanywe neNkosi uYesu Krestu eliseTesalonika. 2 Ndithi: Wanga uThixo uYise neNkosi uYesu Krestu anganenzela isisa, aniphe uxolo. Umgwebo…

2 KWABASETESALONIKA 2

Okhohlakeleyo 1 Mayela nokubuya kweNkosi yethu uYesu Krestu, nokuhlangana kwethu nayo: ndiyanibongoza, 2 musani ukuthatheka msinya, okanye nidideke lula ngamarhe athi iMini yeNkosi isemnyango; noba kukho mntu uthi uyixelelwe ezulwini…

2 KWABASETESALONIKA 3

Sithandazeleni 1 Ndiphetha ngelithi ke, mawethu, sithandazeleni, khon’ ukuze ilizwi lodaba lweNkosi likhawuleze ukunwenwa kuzo zonke iindawo, nokuze linikwe imbeko nanjengoko kwaba njalo phakathi kwenu. 2 Nam nindithandazele ukuze ndihlangulwe…