2 YEZIGANEKO 11

1 Akufika eJerusalem uRehobhowam waqokelela indlu kaJuda nekaBhenjamin – amawaka alikhulu elinamashumi asibhozo ewonke amadoda omkhosi – ukuze alwe noSirayeli alubuyisele ulawulo kuRehobhowam. 2 Kambe ke kwafika eli lizwi *likaNdikhoyo…

2 YEZIGANEKO 12

UShishaki uhlasela iJerusalem 1 Ke kaloku uRehobhowam akuba ewuzinzisile umbuso wakhe selomelele, wasuka yena noSirayeli ephela bawulahla umthetho *kaNdikhoyo. 2 Ngenxa yokunganyaniseki kwabo *kuNdikhoyo, uShishaki ukumkani waseJiputa wayihlasela iJerusalem xa…

2 YEZIGANEKO 13

UAbhiya ukumkani wakwaJuda 1 Ke kaloku ngonyaka weshumi elinesibhozo wolawulo lukaJerobhowam, uAbhiya waba ngukumkani wakwaJuda, 2 waza ke walawula eJerusalem iminyaka emithathu. Unina yayinguMahakaintombi kaUriyeli waseGibheya. Yayisoloko iyimfazwe phakathi koAbhiya…

2 YEZIGANEKO 14

1 UAbhiya ke waya kuphumla kooyise, waza wangcwatywa kwisixeko sikaDavide. UAsa unyana wakhe wangena esikhundleni sakhe. Ngemihla yakhe ilizwe lazola iminyaka yalishumi. UAsa ukumkani wakwaJuda 2 UAsa yena wênza okulungileyo…

2 YEZIGANEKO 15

Uhlaziyo luka-Asa 1 Ke kaloku uMoya kaThixo wafikela uAzariya unyana kaOdede, 2 waza wanduluka waya kuAsa, wafika wathi kuye: “Khanindiphulaphule, Asa, nani nonke maJuda namaBhenjamin! Niyabona, *uNdikhoyo uba nani xa…

2 YEZIGANEKO 16

Imihla yokugqibela ka-Asa 1 Ke kaloku kwathi kunyaka wamashumi amathathu anantandathu wolawulo luka-Asa kwanyuka uBhayesha ukumkani wakwaSirayeli, weza kuhlasela uJuda, wafika wayingqinga iRama, wavala akwabi nakungena nakuphuma mntu kummandla ka-Asa…

2 YEZIGANEKO 17

UYoshafti ukumkani wakwaJuda 1 Ke uYoshafati unyana ka-Asa wangena esikhundleni sikayise, waza ke wawomeleza umkhosi wakhe ukuze angoyiswa nguSirayeli. 2 Wamisa umkhosi kuzo zonke izixeko ezinqatyisiweyo zakwaJuda; wamisa amabutho kwaJuda…

2 YEZIGANEKO 18

UMika ulumkisa uAhabhi 1 Ke kaloku uYoshafati wayemkhulu ngobutyebi nesidima, waza wazihlobanisa noAhabhi ngobulawu. 2 Emva kweminyaka ke waya kutyelela uAhabhi eSamariya. UAhabhi ke wamxhelela iigusha ezininzi, ngokunjalo neenkomo, esenzela…

2 YEZIGANEKO 19

1 Ke kaloku uYoshafati ukumkani wakwaJuda wabuyela ebhotwe eJerusalem esindile, 2 waza ke wahlangatyezwa yimboni uYehu unyana kaHanani, wathi kukumkani: “Ngaba kulungile ukuba usize isikhohlakali, ubathande abo bamthiyileyo *uNdikhoyo? Ngenxa…

2 YEZIGANEKO 20

UYoshafati woyisa amaMowabhi nama-Amon 1 Ke kaloku emva koku amaMowabhi nama-Amon ekunye namaMawunaya kulwa noYoshafati. 2 Abathile ke beza kuxelela uYoshafati bathi: “Nantso inyambalala yomkhosi ophuma e-Edomisiza kukuhlasela, ingaphaya ngaphesheya…