2 YEZIGANEKO 21

1 Ke uYoshafati waya kuphumla kooyise, waza ke wangcwatywa phakathi kwabo kwisixeko sikaDavide. Esikhundleni sakhe kwangena uYehoram unyana wakhe. UYehoram ukumkani wakwaJuda 2 Abantakwabo-Yehoram, oonyana bakaYoshafati, yayingooAzariya, uYehiyeli, uZakariya, uAzariyahu,…

2 YEZIGANEKO 22

UAhaziya ukumkani wakwaJuda 1 Abantu baseJerusalem bamisela uAhaziya unyana wamaphelo kaYehoram wangukumkani esikhundleni sakhe. Kaloku abahlaseli ababekunye nama-Arabhu bababulala bonke oonyana bakhe abadala. Ngoko ke waqalisa ukulawula uAhaziya unyana kaYehoram…

2 YEZIGANEKO 23

1 Ke kaloku ngonyaka wesixhenxe uJoyada wabona ukuba lifikile ixesha. Wenza umnqophiso neengqwayi-ngqwayi zamaqela alikhulu: uAzariya unyana kaYehoram, uIshamayeli unyana kaYohanan, uAzariya unyana kaObhedi, uMaseya unyana ka-Adaya, noElishafati unyana kaZikri….

2 YEZIGANEKO 24

UYowashe uhlaziya indlu kaThixo 1 Ukungena kwakhe ebukhosini uYowashe wayeneminyaka esixhenxe, waza ke walawula eJerusalem iminyaka engamashumi amane. Unina yayinguZibheya intombi yaseBheshebha. 2 Ngalo lonke ixesha lombingeleli uJoyada uYowashe wenza…

2 YEZIGANEKO 25

UAmaziya ukumkani kaJuda 1 UAmaziya waba ngukumkani eneminyaka emashumi mabini anantlanu, waza ke walawula eJerusalem iminyaka emashumi mabini anethoba. Unina yayinguYowadan intombi yaseJerusalem. 2 Yena wenza okulungileyo emehlweni *kaNdikhoyo, noxa…

2 YEZIGANEKO 26

U-Uziya ukumkani wakwaJuda 1 Ke onke amaJuda athatha u-Uziyaambeka wangukumkani esikhundleni sikayise uAmaziya. U-Uziya lo ke wayeneminyaka elishumi elinesithandathu ezelwe. 2 Nguye owayakhayo ngokutsha iElati, waza wayibuyisela kuJuda emva kokusweleka…

2 YEZIGANEKO 27

UYotam ukumkani wakwaJuda 1 UYotam waqala ukulawula eneminyaka engamashumi amabini anantlanu, waza ke wangukumkani eJerusalem iminyaka elishumi elinesithandathu. Unina yayinguJerusha intombi kaZadoki. 2 Naye njengoyise u-Uziya wenza okuhle emehlweni *kaNdikhoyo,…

2 YEZIGANEKO 28

UAhazi ukumkani wakwaJuda 1 UAhazi wayeneminyaka emashumi mabini ukungena kwakhe embusweni, waza ke walawula iminyaka elishumi elinesithandathu eJerusalem. Yena akalithathanga ikhondo likayise-mkhulu uDavide; ewe, akazange enze okuhle emehlweni *kaNdikhoyo uThixo…

2 YEZIGANEKO 29

UHezekiya uhlambulula indlu kaThixo 1 UHezekiya wayeneminyaka emashumi mabini anantlanu ukungena kwakhe ebukhosini, waza walawula eJerusalem iminyaka engamashumi amabini anethoba. Unina yayinguAbhiya intombi kaZakariya. 2 Njengoyise-mkhulu uDavide naye wĂȘnza okuhle…

2 YEZIGANEKO 30

Kubhiyozelwa iPasika kwakhona 1 UHezekiya wathumela ilizwi kuye wonke uSirayeli noJuda, wabhala neeleta, wazithumela kwaEfrayim nakwaManase, ebamema ukuba baye endlwini *kaNdikhoyo eJerusalem, baye kubhiyozela iPasika kaNdikhoyo uThixo kaSirayeli. 2 Ukumkani…