2 YEZIGANEKO 31

1 Yakuba yonke le nto ifezekile, amaSirayeli awayelapho aphuma, aya kwiidolophu zakwaJuda, afika awaqhekeza amatye anqulwayo, azigawula iintsika zika-Ashera. Iindawo eziphakamileyo zonqulo azitshabalalisa, ngokunjalo namaqonga, kulo lonke elakwaJuda nakwaBhenjamin, kwaEfrayim…

2 YEZIGANEKO 32

USenakeribhe ugrogrisa iJerusalem 1 Emva kwezo zenzo zentembeko zikaHezekiya elakwaJuda lahlaselwa nguSenakeribhe ukumkani waseAsiriya. Wazingqinga izixeko ezinqatyisiweyo, ezimisele ukutyhoboza azithimbele kuye. 2 UHezekiya akuqonda ukuba uSenakeribhe ugalelekile waye ezimisele ukulwa…

2 YEZIGANEKO 33

UManase ukumkani wakwaJuda 1 UManase wayeneshumi elinesibini leminyaka ukuqala kwakhe ukuba ngukumkani, waza ke walawula eJerusalem iminyaka emashumi mahlanu anesihlanu. 2 Wenza okukubi emehlweni *kaNdikhoyo,wasuka wahamba ekhondweni lemikhuba emasikizi yezo…

2 YEZIGANEKO 34

UJosiya uchasa unqulo-zithixo 1 UJosiyawaqalisa ukulawula eneminyaka esibhozo, waza walawula eJerusalem iminyaka emashumi mathathu ananye. 2 Ke yena wĂȘnza okuhle emehlweni *kaNdikhoyo, ehamba ekhondweni likayise-mkhulu uDavide, enganxaxhi. 3 Kunyaka wesibhozo…

2 YEZIGANEKO 35

UJosiya ubhiyozela iPasika 1 Ke kaloku uJosiya wenzela *uNdikhoyo itheko *lePasika eJerusalem, laza ke ixhwane lePasika laxhelwa ngomhla weshumi elinesine ngenyanga yokuqala. 2 Ababingeleli wabamisela kwimisebenzi yabo, wabakhuthaza emsebenzini wendlu…

2 YEZIGANEKO 36

1 Ke abantu belizwe bathatha unyana kaJosiya, uYowahazi bammisela esikhundleni sikayise, wangukumkani eJerusalem. UYowahazi ukumkani wakwaJuda 2 UYowahazi wangena ekulawuleni eneminyaka emashumi mabini anantathu, waza ke wangukumkani eJerusalem iinyanga ezintathu….