AMAVA ENGQONDI 11
Amacebo empumelelo 1 Kusebenzise oko unako; ngokuhamba kwexesha uya kufumana inzuzo. 2 Indyebo yakho yigcinise kwiindawo ezisixhenxe – ewe, noba zide zasibhozo – kuba kaloku akuyazi intlekele enokulihlela ihlabathi. 3…

1 Mkhumbule uMdali wakho ngemihla yobutsha bakho, ngoku ingekafiki imihla yeenkathazo, ingekasondeli neminyaka apho uya kuthi: “Akukho nto imnandi ekudleni ubomi.” 2 Ngelo thuba ke ukukhanya kwelanga, inyanga, neenkwenkwezi, kosuka…