EKAYAKOBI 1

Isingeniso 1 Kubhala mna Yakobi,isicaka sikaThixo neNkosi uYesu Krestu. Ndibulisa bonke abantu bakaThixo abathe saa kulo lonke elimiweyo. Ukholo nobulumko 2 Mawethu, zithatheni njengabantu abanethamsanqa, xa nifikelwa zizilingo ngezilingo. 3…

EKAYAKOBI 2

Isilumkiso ngocalu-calulo 1 Mawethu, njengoko nikholwa kuYesu Krestu iNkosi yethu enobungangamsha – ninomkhethe kodwa nina. 2 Nakufikelwa ziindwendwe ezimbini endlwini yenkonzo, omnye enxibe kakuhle ehombe ngamaso egolide, omnye elihlwempu edlakazela,…

EKAYAKOBI 3

Ulwimi 1 Mawethu, musani ukugagamela nifune ukufundisa nonke. Kaloku niyazi ukuba thina sifundisayo siya kugwetywa ngqongqo kunabanye. 2 Sonke ngabanye siyayenza impazamo amaxesha ngamaxesha. Ke yena umntu ongaphazamiyo ekuthetheni ugqibelele,…

EKAYAKOBI 4

Ingozi yokuhlobana nehlabathi 1 Yintoni edala iimfazwe neengxabano apha phakathi kwenu? Ngokuqinisekileyo zivela kwiinkanuko zenu ezisoloko zisenza imizabalazo ngaphakathi kwenu. 2 Xa ungazifumani izinto ozifunayo, ukhetha ukubulala; okanye xa ungafezeki…

EKAYAKOBI 5

Isilumkiso kwizityebi 1 Ngoku makhe ndibhekise kwabo bemi kakuhle, izityebi. Hlahlambani ningqukruleke ngenxa yeenzingo ezinizelayo! 2 Kaloku ubutyebi benu buyangunda, neempahla zenu zityiwa ngamanundu. 3 Igolide nesiliva yenu idliwa ngumhlwa….