EYASENTLANGO 21

Ukoyiswa kwamaKanana 1 Ke kaloku ukumkani waseAradi,umKanana, owayemi emazantsi eKanana, wathi akuva ukuba amaSirayeli ayeza ngendlela esinga eAtarim, wawahlasela, wada wawathimba amanye. 2 AmaSirayeli ke asuka enza isifungo *kuNdikhoyo, athi:…

EYASENTLANGO 22

UBhalaki uthumela uBhalam 1 Ke kaloku amaSirayeli anduluka, aza aya kumisa kumathafa aseMowabhi, kwimpuma yeJordan, malunga neJeriko. 2 Uthe ke uBhalaki, ukumkani waseMowabhi, unyana kaZipore, akuziva izigigaba zamaSirayeli phakathi kwama-Amori,…

EYASENTLANGO 23

1 UBhalam waxelela uBhalaki ukuba akhe amaqonga amadini apho abe sixhenxe, aze amzisele isixhenxe seenkunzi zeenkomo ngokunjalo nesixhenxe seenkunzi zeegusha. 2 UBhalaki wenza ngokomyalelo lowo, baza ke noBhalam banikela inkunzi…

EYASENTLANGO 24

1 Ngeli xesha ke uBhalam wayeseleqonda ukuba *uNdikhoyo uzimisele ukumthamsanqela uSirayeli, ngoko ke akabanga sabhenela kwimilingo njengangaphambili. Wajonga ngasentlango, 2 waza wawabona amaSirayeli eqokelelene izindlu ngezindlu. Wasuka ke wonganyelwa nguMoya…

EYASENTLANGO 25

AmaSirayeli anqula izithixo ePehore 1 AmaSirayeli athi xa ayemise kwintili yeShitim, asuka arheletya neentokazi zamaMowabhi. 2 AmaMowabhikazi amema amaSirayeli ukuba aye kwizidlo zamadini awayesenzelwa *izithixo zamaMowabhi. AmaSirayeli akutya oko kutya,…

EYASENTLANGO 26

Ubalo lwesibini 1 Emva kwaloo bhubhani ke *uNdikhoyo wathetha noMosis noElazare unyana wombingeleli uAron, wathi: 2 “Libaleni ibandla lamaSirayeli liphela ngokwezindlu, nibale amadoda ukususela kubudala obuyiminyaka emashumi mabini ukunyuka, lawo…

EYASENTLANGO 27

Iintombi zikaZelofehadi 1 UMala, uNowa, uHogela, uMilika, noTiza, ziintombi zikaZelofehadi unyana kaHefere, kaGiliyadi, kaMakire, kaManase. Ngoko ke ziintombi zakwaManase unyana kaJosefu. 2 Ke zona zaya kuMosis noElazare umbingeleli, benamadoda amakhulu…

EYASENTLANGO 28

Amadini emihla ngemihla 1 *UNdikhoyo wathi uMosis 2 makayalele amaSirayeli athi: “Ngamathuba amisiweyo ndinikeni amadini akukutya okunikelwa kum ngomlilo, idini elivumba limnandi. 3 “Nanga ke loo madini okutya kufuneka anikelwe…

EYASENTLANGO 29

Amadini ethuba lonyaka omtsha 1 “Ngomhla wokuqala kwinyanga yesixhenxe makube yintlanganiso eyodwa yokunqula, ningawuphathi umsebenzi. Ngaloo mini ke makukhaliswe amaxilongo. 2 Yenzelani *uNdikhoyo idini elitshiswayo elivumba likholekileyo kuye: inkunzi yenkomo…

EYASENTLANGO 30

Mayela nezifungo 1 Iinkulu zezindlu zikaSirayeli uMosis wazinika le mimiselo *kaNdikhoyo ilandelayo, wathi: 2 “Indoda xa ithe yenza isibhambathiso kuNdikhoyo, okanye xa ithe yenza isifungo sokuzibophelela, mayingasaphuli eso sifungo, koko…