EYEMFUDUKO 1
Impatheko-mbi yamaSirayeli eJiputa 1 Nanga amagama oonyana bakaSirayeli abâfuduka kunye naye baya eJiputa nezindlu zabo: 2 uRubhen, uSimon, uLevi, noJuda; 3 uIsakare, uZebhulon, noBhenjamin; 4 uDan, uNafetali, uGadi, noAshere. 5…
Impatheko-mbi yamaSirayeli eJiputa 1 Nanga amagama oonyana bakaSirayeli abâfuduka kunye naye baya eJiputa nezindlu zabo: 2 uRubhen, uSimon, uLevi, noJuda; 3 uIsakare, uZebhulon, noBhenjamin; 4 uDan, uNafetali, uGadi, noAshere. 5…
Ukuzalwa kukaMosis 1 Ke kaloku indoda ethile yendlu kaLevi yathatha umfazi ezintombini zamawayo, 2 waza wanzima wayizalela unyana. Umfazi lowo ke wathi akubona indlela olwaluthandeka ngayo olo sana, walufihla lwada…
Ukubizwa kukaMosis nguThixo 1 Ngoku ke uMosis wayesalusa imihlambi kaJetro umbingeleli waseMidiyan, uyise womkakhe. Wayikhokela ke imihlambi leyo, wanqumla entlango, wada waya kufika eHorebhe intaba kaThixo. 2 Apha kulapho sabonakalayo…
UThixo uthwesa uMosis amandla 1 UMosis waphendula wathi: “Ndiya kuthini ke ukuba abakholwa yile nto ndiyithethayo? Xa besithi: ‘Hayi, *uNdikhoyo khange abonakale kuwe.’ ” 2 UNdikhoyo wabuza wathi: “Yintoni na…
UMosis noAron phambi kokumkani 1 Ke kaloku uMosis noAron baya kukumkani waseJiputa, bathetha naye bathi: “Wenjenje ukuthetha *uNdikhoyo uThixo wamaSirayeli: ‘Khulula abantu bam bahambe baye kundenzela itheko entlango.’ ” 2…
1 Wathi ke uNdikhoyo kuMosis: “Uza kuyibona ke ngoku into endiza kuyenza kukumkani waseJiputa. Ngamandla am ndomnyanzela abakhulule aba bantu; enyanisweni ndiza kumenza abagxothe ngokwakhe emhlabeni wakhe.” UThixo ubhekisa kuMosis…
UNdikhoyo uyaleza uMosis noAron 1 *UNdikhoyo wathetha noMosis, wathi: “Uyabona ke, wena ndiza kukwenza ube ngathi unguThixo kukumkani waseJiputa, yena umkhuluwa wakho abe *ngumshumayeli wakho. 2 UAron uze umxelele konke…
1 *UNdikhoyo wathetha noMosis, wathi: “Yiya kukumkani, uthi ndithi kuye: ‘Khulula abantu bam baye kundinqula. 2 Ukuba uyala ukubakhulula, ilizwe lakho ndiya kulihlasela ngesibetho samasele. 3 Umlambo iNayile uya kuphuphuma…
Ukufa kwemfuyo 1 *UNdikhoyo wabhekisa kuMosis wathi: “Yiya kukumkani waseJiputa, uthi kuye: ‘UNdikhoyo uThixo wamaHebhere uthethe wenjenje: “Khulula abantu bam, baye kundikhonza.” 2 Ukuba uyala ukubakhulula, 3 uNdikhoyo uya kukohlwaya…
Iinkumbi 1 *UNdikhoyo wathetha noMosis wathi: “Yiya kwakumkani. Kaloku yena namaphakathi akhe ndibaqaqadekisile, ukuze ndifumane ithuba lokwenza le miqondiso phakathi kwabo, 2 nokuze nibe nako ukubalisela abantwana nabazukulwana benu. Niya…