EYEMFUDUKO 11

Isibetho sokugqibela 1 *UNdikhoyo wabhekisa kuMosis wathi: “Uyabona ke, ukumkani lo ndawonye nabantu bakhe ndiya kumzisela isibetho sokugqibela. Emva kweso ke uya kunikhulula nihambe. Enyanisweni uya kunigxotha niphume niphele. 2…

EYEMFUDUKO 12

IPasika 1 *UNdikhoyo wabayalela ooMosis noAron kwelaseJiputa, wathi: 2 “Le iya kuba yinyanga yenu yokuqala enyakeni. 3 Thetha namaSirayeli, uthi ngomhla weshumi kule nyanga umzi ngamnye mawuzifunele ixhwane. 4 Kambe…

EYEMFUDUKO 13

Ukuphawulwa kwamazibulo 1 *UNdikhoyo wabhekisa kuMosis wathi: 2 “Ndiphawulele onke amazibulo azalwayo kwaSirayeli abe ngawam, nditsho awabantu nawemfuyo.” Umbhiyozo wezonka ezinganyuswanga 3 UMosis wathetha nabantu wathi: “Ze ningaze niwulibale lo…

EYEMFUDUKO 14

KuLwandle oluBomvu 1 *UNdikhoyo wayalela uMosis wathi: 2 “Yitsho kumaSirayeli abuye umva, afike athi xha phambi kwePi-hahiroti phakathi kweMigdoli noLwandle oluBomvu ngaseBhali-zefon. 3 Yena ukumkani waseJiputa uza kucinga ukuba niyabhadula,…

EYEMFUDUKO 15

Ingoma kaMosis 1 Kwesi sithuba ke uMosis namaSirayeli bahlabela le ngoma,bedumisa *uNdikhoyo: “Ndosuka ndintyiloze ndiculele uNdikhoyo; kaloku yena woyise wada watshatshela. Ihashe ngokunjalo nophezu kwalo ulintywilisele phakath’ elwandle. 2 UNdikhoyo…

EYEMFUDUKO 16

Imana kunye nezagwityi 1 Ke kaloku amaSirayeli anduluka e-Elim, aza athi ngenyanga yesibini kusuku lweshumi elinesihlanu andulukayo eJiputa, agaleleka kwintlango iSin. Yona ke iphakathi kwe-Elim neSinayi. 2 Kanye ke apho…

EYEMFUDUKO 17

Amanzi ampompoza eliweni 1 Ekuphumeni kwintlango iSin onke amaSirayeli ahamba amabanga ngamabanga ngokuyalelwa *nguNdikhoyo, ada aya kufika eRefidim, akhe aphumla khona. Kule ndawo ke ayengekho amanzi. 2 AmaSirayeli asuka ke…

EYEMFUDUKO 18

UJetro utyelela uMosis 1 Ke kaloku uyise womka-Mosis uJetro, owayengumbingeleli waseMidiyan, weva ngezinto awayezenzelwe nguThixo uMosis kunye namaSirayeli, ukubakhupha kwakhe eJiputa. 2 Wasuka weza kuMosis, ehamba noZiporaumka-Mosis, 3 noGershom noElizere…

EYEMFUDUKO 19

AmaSirayeli eSinayi 1-2 Kanye ukuphela kwenyanga yesithathu amaSirayeli aphumayo eJiputa, amaSirayeli anduluka eRefidim, aya kugaleleka kwintlango yeSinayi, emisa phantsi kwentaba iSinayi. 3 Ke yena uMosis wenyuka intaba, waya kuThixo. *UNdikhoyo…

EYEMFUDUKO 20

Umnqophiso 1 Ke kaloku uThixo wathetha wenjenje: 2 “Mna *ndinguNdikhoyo uThixo wakho owakukhulula eJiputa apho wawulikhoboka khona. 3 “Ungaze unqule *thixo wumbi ngaphandle kwam. 4 “Ungaze uziqingqele umfanekiso wothixo, nditsho…