EYEMFUDUKO 21

Ukuphathwa kwamakhoboka 1 “Nantsi ke imimiselo oya kuyinika amaSirayeli: 2 Umntu othe wathenga ikhoboka elingumHebhere liya kumkhonza iminyaka ibe mithandathu, lize ngowesixhenxe likhululwe lingahlawulelwanga nto. 3 Ukuba langena ebukhobokeni lilisoka,…

EYEMFUDUKO 22

Imithetho mayela nentlawulo 1 “Xa umntu ebe inkomo okanye igusha, waza wayixhela okanye wayithengisa, makahlawule iinkomo ezintlanu ngenkomo enye, aze ahlawule iigusha ezine ngegusha enye. 2 “Ukuba ngaba isela libhaqwe…

EYEMFUDUKO 23

Ubulungisa 1 “Ungaze uhlwayele iindaba zolwimi. Sukuncedisana netshijolo ngokulingqinela ngobuxoki. 2 Sukuvuma ukona ngenxa yokukhukuliswa sisihlwele. Ungaze uyigqwethe inyaniso ngenxa yefuthe lesihlwele. 3 Sukuba negobe ngakwihlwempu xa kuthethwa ityala lalo….

EYEMFUDUKO 24

Ukuzinziswa komnqophiso 1 Ke kaloku *uNdikhoyo wathetha noMosis wathi: “Nyuka, wena noAron, uNadabhi noAbhihu, kunye namashumi asixhenxe amadoda amakhulu akwaSirayeli. Nothi ke nisemgama nikhahlele. 2 Yoba nguwe Mosis wedwa ke…

EYEMFUDUKO 25

Iminikelo yesibingelelo 1 *UNdikhoyo wathetha noMosis, wathi: 2 “Xelela amaSirayeli ukuba bonke abaziva beqhutywa yintliziyo mabakhuphe umnikelo, bawuzise kum. 3 Lo mnikelo ke mawube kwezi ndidi: igolide, isiliva, ubhedu, 4…

EYEMFUDUKO 26

Isibingelelo 1 “Thatha imiqulu yelaphu elisontwe ngobona buchule ibe lishumi, wenze ngayo umkhusane *wesibingelelo. La malaphu makabe yile mibala: ozuba, omsobo, nobomvu. Makahonjiswe ngemifanekiso *yezithunywa ezimaphiko yenziwe ngobugcisa nobunono. 2…

EYEMFUDUKO 27

Iqonga lamadini 1 “Ke lona iqonga lamadini uze ulenze ngomngampunzi lilingane macala, libe ziimitha ezimbini neesentimitha ezimashumi mabini ubude ngokunjalo nobubanzi, ukuphakama kube yimitha enye neesentimitha ezimashumi mathathu. 2 Izibonda…

EYEMFUDUKO 28

Isivatho sombingeleli 1 “Ke wena biza umkhuluwa wakho uAron noonyana bakhe: uNadabhi, uAbhihu, uElazare, noItamare. Bakhuphe kumaSirayeli, ubamisele babe ngababingeleli bam. 2 Umntakwenu uAron menzele izivatho zobubingeleli eziya kumtsho abe…

EYEMFUDUKO 29

Iinkcukacha ngokumiselwa kuka-Aron noonyana bakhe 1 “Nantsi ke imigqalisela omawuhambe ngayo xa umisela uAron noonyana bakhe kumsebenzi wabo wobubingeleli. Thatha inkunzana yenkomo kunye neenkunzi ezimbini zeegusha, zonke ke zibe zezingenasiphako….

EYEMFUDUKO 30

Iqonga lesiqhumiso 1 “Thatha umngampunzi, wenze iqonga lesiqhumiso. 2 Amacala alo makalingane, abe ziisentimitha ezingamashumi amane nantlanu ubude, ngokunjalo nobubanzi; umphakamo ke wona zibe ngamashumi asithoba. Izibonda zeekona mazilabalabe zenze…