EYEZIQALO 31

UYakobi ubaleka uLabhan 1 UYakobi weva ukuba oonyana bakaLabhan bathi uzithathe zonke izinto zikayise, yaye nobu butyebi bakhe ubuzuze ngezinto zikayise. 2 Waphawula nokuba akasathandwa nguLabhan. 3 *UNdikhoyo wathi kuYakobi:…

EYEZIQALO 32

UYakobi ulungiselela ukuhlangabeza uEsawu 1 UYakobi uhambile naye, waza wahlangana nezithunywa zikaThixo endleleni. 2 Uthe akuzibona wavakala esithi: “Ngumkhosi kaThixo lo,” waza wathi loo ndawo yiManayimigama layo. 3 UYakobi wathumela…

EYEZIQALO 33

UYakobi uhlangana noEsawu 1 UYakobi wambona uEsawu esiza namakhulu amane amadoda, waza abantwana wabahlula-hlula phakathi koLeya noRakeli namaqadi abo omabini. 2 Wabeka amaqadi nabantwana bawo ngaphambili, weza noLeya nabantwana bakhe,…

EYEZIQALO 34

Ukuhlaziswa kukaDayina 1 Ngamhla uthile uDayina intombi kaYakobi noLeya waya kubutha kwezinye iintombi zaseKanana. 2 UShekem, unyana kaHamore umHivi inkosi yaloo mmandla, wambona, wemka naye, wazithathel’ isondo kuye. 3 Wasuka…

EYEZIQALO 35

UYakobi usikelelwa nguThixo eBhetele 1 Wathi uThixo kuYakobi: “Hamba ngoku uye kuhlala eBhetele. Uze ufike undenzele iqonga lamadini apho. Mna ndingulaa Thixo wavela kuwe xeshikweni wawubaleka umkhuluwa wakho uEsawu.” 2…

EYEZIQALO 36

Inzala kaEsawu 1 Nanga amagqabantshintshi ngoEsawu okwanguEdom. 2 UEsawu watshata iintombi zaseKanana.Wathatha uAda, intombi kaElon umHiti, noHolibhama intombi ka-Ana unyana kaZibheyon, umHivi, 3 kunye noBhasemati, intombi kaIshmayeli, engudade boNebhayoti. 4…

EYEZIQALO 37

UJosefu nabakhuluwa bakhe 1 UYakobi wayehlala eKanana, kwelo lizwe wayemi kulo uyise ngaphambili. 2 Nanga amagqabantshintshi ngoYakobi. Akuba yinkwenkwe eneshumi linesixhenxe leminyaka ubudala, uJosefu wayedla ngokuhamba nabakhuluwa bakhe abangoonyana bakaBhiliya…

EYEZIQALO 38

UJuda noTamare 1 Ngelo xesha ke uJuda wabashiya abantakwabo, waya kuhlala nomfo ogama linguHira, owayehlala kwidolophu iAdulam. 2 UJuda wabona apho intombi yomKanana ogama linguShuwa. Wayithatha yaba ngumkakhe, 3 yazala…

EYEZIQALO 39

UJosefu nomka-Potifare 1 Ke kaloku amaIshmayeli aya naye eJiputa uJosefu, afika amthengisa kuPotifare, owayengomnye wamaphakathi okumkani waseJiputa, owayenguyena nduna yabalindi basebhotwe. 2 *UNdikhoyo waba naye uJosefu,wamphumeza kwinto yonke. Wayehlala endlwini…

EYEZIQALO 40

UJosefu uchaza amaphupha amanye amabanjwa 1 Emva kwexesha injoli kakumkani waseJiputa, kunye nombhaki oyintloko, bayona inkosi yabo ukumkani. 2 Wacaphuka ukumkanizizenzo zala madoda, 3 wawafaka ke entolongweni kumzi wenduna yabalindi,…