IINDUMISO 41
Umthandazo wesigulana Umhobe kaDavide; kumbhexeshi-kwayara. 1 Hayi uyolo lomntu obonelela amahlwempu; womhlangula *uNdikhoyo xa yena esengxakini. 2 Womkhusela amlondoloze ebomini. Womthamsanqela emhlabeni, angamyekeli kwiintshaba zakhe. 3 UNdikhoyo womonga xa angaphilanga,…