KUFILMON 1

Isingeniso 1 Kubhala mna Pawulos, umbanjwa ngenxa kaYesu Krestu, ndikunye noTimoti umlingane wam. Ndibhalela wena mhlobo nogxa wam, Filmon, 2 kunye nebandla elihlangana endlwini yakho, nodade uApiya, ngokunjalo nogxa wam…