KUMAGALATI 1

Isingeniso 1 Kubhala mna Pawulos ndabizwayo ndaba *ngumthunywa, ndingabizwanga mntu, okanye ndimiselwe mntu; koko ndibizwe nguYesu Krestu noThixo uYise, owamvusayo uYesu ekufeni. 2 Mna namawethu onke akunye nam siyanibulisa, mabandla…

KUMAGALATI 2

UPawulos nabanye abathunywa 1 Emva kweminyaka elishumi elinesine ndabuyela eJerusalem noBharnabha, ndikhatshwa nguTito. 2 Ndaya kuba ndityhilelwe nguThixo ukuba mandiye. Saba nentlanganiso yabucala kunye neenkokheli, ndaza ndazichazela iindaba endizishumayela ezintlangeni….

KUMAGALATI 3

Umthetho okanye ukholo? 1 MaGalatindini, nitheni, aninangqondo? Nibulewe phi ninje nje nje? Nina aba kanye nanisenzelwa inkcazelo ecacileyo ngokufa kukaYesu emnqamlezweni! 2 Khanindiphe nje le ndawo: Ngaba uMoya kaThixo namamkela…

KUMAGALATI 4

1 Lo mcimbi makhe ndiwubeke ngolu hlobo: Unyana oyindlamafa uphathwa njengesicaka lo gama aselula, nakuba zonke izinto zizezakhe. 2 Uyagcinwa alungiselelwe yonke imicimbi yakhe kude kufike ixesha elimiswe nguyise. 3…

KUMAGALATI 5

Yilondolozeni inkululeko yenu 1 UKrestu wasikhulula ukuze sibe ngabantu abakhululekileyo mpela! Ngoko ke yimani ngxishi ningahexi, ningavumi ukuphindela kwidyokhwe yobukhoboka. 2 Phulaphulani! Mna Pawulos ndithi kuni: Ukuba nithi ulwaluko luyimfuneko,…

KUMAGALATI 6

Thwalisanani ubunzima 1 Mawethu, ukuba kukho mntu nimbhaqe esona, nina balawulwa nguMoya mfakeni endleleni; kodwa loo nto niyenze ngobulali, nizilumkele nina ziqu, hleze nani nilingeke. 2 Thwalisanani ubunzima; xa nenjenjalo…