KUTITO 1

Isingeniso 1 Kubhala mna Pawulos osisicaka sikaThixo *nomthunywa kaYesu Krestu. Ndamiselwa ukholo lwabantu bakaThixo abanyuliweyo, nokwaziwa kwenyaniso njengoko injalo kunqulo lwethu, 2 kunye nethemba lobomi obungenasiphelo. Ewe, uThixo ongasoze axoke…

KUTITO 2

Imfundiso ephilileyo 1 Wena ke, shumayela ngendlela engqinelana nemfundiso ephilileyo. 2 Amadoda amakhulu makangabi ngomanxila; makazimaseke, abe ngcathu; enokholo, nothando, nonyamezelo. 3 Nabo abafazi abakhulu mabandiliseke, bangabi nalulwimi, banganxili butywala,…

KUTITO 3

Ihambo yomKrestu 1 Bakhumbuze abantu ukuba yimfanelo yabo ukuthobela abasemagunyeni nabalawulayo, kwakunye nokwenza okulungileyo ngalo lonke ixesha. 2 Baxelele ukuba mabangahambi bethetha ulwimi ngabantu, behamba besilwa, koko mababe nobulali nembeko…