KWABASE-EFESE 1

Isingeniso 1 Mna Pawulos, *umthunywa kaKrestu Yesu ngokuthanda kukaThixo, ndibhalela abantu bakaThixo [abahlala e-Efese,]abakholwayo kuYesu Krestu. 2 Ndithi: Wanga uThixo uBawo wethu, neNkosi uYesu Krestu, anganenzela isisa, aniphe uxolo. Iintsikelelo…

KWABASE-EFESE 2

Siphume ekufeni sangena ebomini 1 Benifudula nifile emoyeni ngenxa yeemposiso nokona, 2 ngokuya naniziphethe ngendlela yeli hlabathi. Naniphantsi komtyholi, umphathi wamagunya asesibhakabhakeni noweempembelelo ezilawula abo bangamthobeliyo uThixo. 3 Eneneni besinjalo…

KWABASE-EFESE 3

Ukusebenza kukaPawulos phakathi kweentlanga 1 Kungesi sizathu ke, mna Pawulos ongumbanjwa kaYesu Krestu ngenxa yenu zintlanga, ndimthandaza nje uThixo. 2 Kambe ndiyacinga ukuba nivile ukuba uThixo undimisele ndaba ligosa lobabalo…

KWABASE-EFESE 4

Umzimba: imbumba yamanyama 1 Ngoko ke mna endingumbanjwa ngenxa yokuba ndisisicaka seNkosi, ndiyanibongoza: ziphatheni ngohlobo olungawuthobiyo umgangatho wendima enamiselwa yona nguThixo mhla wanibiza; 2 nihlale nithobekile ngawo onke amaxesha, ninobulali…

KWABASE-EFESE 5

Hlalani ekukhanyeni 1 Njengoko ke ningabantwana bakaThixo abaziintanda, fuzani yena. 2 Hlalani nithandana kanye ngale ndlela wanithanda ngayo uKrestu. Yena wazincama ngenxa yenu, wazenza umnikelo nedini elivumba limnandi kuThixo. 3…

KWABASE-EFESE 6

Abantwana nabazali 1 Bantwana, bathobeleni abazali benu nimanywe neNkosi nje, kuba kulunge kanye ukwenjenjalo. 2 “Beka uyihlo nonyoko.” Lo ngumyalelo wokuqala onesithembiso esithi: 3 “Uya kuba namathamsanqa, nemihla yakho yolulwe…