KWABASEFILIPI 1

Isingeniso 1 Kubhala mna Pawulos kunye noTimoti, izicaka zikaKrestu. Sibhalela usapho lukaThixo olumanywe noKrestu, lungabemi eFilipi,ndawonye nabakhokeli bebandla kunye nabancedisi. 2 Sithi: Wanga uThixo uBawo wethu neNkosi uYesu Krestu anganenzela…

KWABASEFILIPI 2

Intobeko nobukhulu bukaKrestu 1 Njengoko kobu bomi bethu, simanywe noKrestu, kukho inkuthazo, kukho nokuvuseleleka kothando, nokudlelana koMoya, kukho nobubele novelwano, 2 ngoko ke ndaneliseni nindivuyise ngokuba nibe banye ngezimvo nangothando,…

KWABASEFILIPI 3

Ubulungisa benene 1 Ndiphetha ngelithi ke, mawethu, yanga iNkosi inganipha uvuyo. Akundixhamli konke ukuphinda ndibhale izinto ebekhe ndazibhala ngaphambili; iya kuninceda loo nto. 2 Zilumkeleni ezo zinja, nemikhwa yazo emibi….

KWABASEFILIPI 4

1 Ewe ke, mawethu, zihlobo zam ezithandekayo, andisanikhumbuli ngako! Kaloku niluvuyo nesithsaba sam; ngoko ke, bathandwa, zingisani njengabeNkosi. Iziyalo 2 UYodiya benoSintike ndibacela ndibacenga-cenga ukuba babe moya mnye ebudlelaneni beNkosi….