UESTERE 1

Ukwaliwa kukakumkanikazi uVashiti 1 Ezi ziziganeko zexesha likakumkani uAsuwerosi,ukumkani owayelawula amaphondo alikhulu elinamashumi amabini anesixhenxe, eqalela eIndiya, athi xhaxhe ngeKushe. 2 Ikomkhulu likakumkani uAsuwerosi lowo lalisebhotwe eSusa. 3 Ke kaloku…

UESTERE 2

UEstere uba ngukumkanikazi 1 Ke kaloku wakuba uthothile umsindo kakumkani uAsuwerosi, wamkhumbula uVashiti nesenzo sakhe, ngokunjalo nesihlokomiso awasikhuphayo ngenxa yakhe. 2 Ke izicaka ezazimququzelela ukumkani zathi kuye: “Makhe kwenziwe uphando,…

UESTERE 3

UHaman uzama ukutshabalalisa amaJuda 1 Ke kaloku emva kwezo ziganeko ukumkani uAsuwerosi wawonga uHaman unyana kaHamedata um-Agagi, wamphakamisa wamnika esona sihlalo siphezulu kunazo zonke ezinye izikhulu. 2 Zonke izicaka zikakumkani…

UESTERE 4

UModekayi ucenga uEstere 1 Ke kaloku akuyiva into ehlileyo uModekayi wazikrazula iimpahla awayezinxibile, wafaka ezirhwexayo, wazigalela ngothuthu, wangena esixekweni ehamba ebhomboloza kabuhlungu. 2 Wahamba wee xhaxhe ngamasango asebhotwe, kuba wayengavumelekanga…

UESTERE 5

Isicelo sikaEstere 1 Kuthe ke ngosuku lwesithathu uEstere wavatha ezobukhosi, wangena phakathi enkundleni yasebhotwe, wema phambi kwendlu kakumkani. Ukumkani wayengqendeve esihlalweni sakhe sobukhosi apho kuloo ndlu, ejonge esangweni. 2 Uthe…

UESTERE 6

UModekayi uyawongwa 1 Ke kaloku ngobo busuku ukumkani waphuthelwa, waza ke wathi makuziswe incwadi yeembali zeengcombolo zolawulo lwakhe. Yeziswa ke, yafundwa esiva ukumkani. 2 Apho kuyo ke kwafunyaniswa ukuba uModekayi…

UESTERE 7

Ukuxhonywa kukaHaman 1 Ngoko ke ukumkani kunye noHaman baya ethekweni likakumkanikazi uEstere. 2 Bathe ke besasela iwayini ngolo suku lwesibini, ukumkani waphinda wathi kuEstere: “Khawutsho, sithini na isicelo sakho, kumkanikazi…

UESTERE 8

AmaJuda anikwa ilungelo lokuzikhusela 1 Kwangaloo mini ke ukumkani uAsuwerosi wawunikela kukumkanikazi uEstere umzi kaHaman owayelutshaba lwamaJuda. Ke uModekayi weza kungena kwakumkani, kuba ukumkani wayexelelwe nguEstere indlela abazalana ngayo. 2…

UESTERE 9

Uloyiso lwamaJuda 1 Ke kaloku isihlokomiso somthetho kakumkani sasimiselwe ukuba sifezekiswe ngomhla weshumi elinesithathu kwinyanga yeshumi elinambini uAdare. Ngaloo mini iintshaba zamaJuda zazithembe ukuba ziya kuwabetha ziwavuthulule, kambe ke kwathi…

UESTERE 10

Ubuhandiba bukaModekayi 1 Ke kaloku ukumkani uAsuwerosi wamisela irhafu kulo lonke ilizwe lombuso wakhe, wada wee xhaxhe ngeziqithi zolwandle. 2 Yonke ke imisebenzi yakhe nobungangamsha bakhe, ndawonye nengcombolo epheleleyo ngobuhandiba…