UEZRA 1

UKoreshi ukhulula abathinjwa 1 Ngonyaka wokuqala kakumkani uKoreshiwasePeshiya, ukuzalisekisa amazwi awawathetha ngomlomo kaJeremiya,*uNdikhoyo wawuxhokonxa umoya kakumkani uKoreshi wasePeshiya, waza wawisa umthetho kuwo wonke ummandla wakhe, wayalela ukuba ubhalwe, kusithiwa: 2…

UEZRA 2

Uludwe lwabathinjwa ababuyileyo 1 Naba ke abantu bephondo lakwaJuda abâkhululwáyo ekuthinjweni kwelaseBhabheli, okuya babethinjwe ngukumkani uNebhukadenezare waseBhabheli. Ke kaloku babuyela eJerusalem nakwaJuda, elowo waya kwidolophu yakowabo. 2 Babekhokelwe nguZerubhabheli, uYeshuwa,…

UEZRA 3

Ukuvuswa kweqonga lamadini 1 Ke kaloku yathi ifika inyanga yesixhenxe, aye amaSirayeli selezinzile kwiidolophu zawo. Ke bonke abantu baqokelelana eJerusalem. 2 UYeshuwa unyana kaJozadaki nabantakwabo ababingeleli kunye noZerubhabheli unyana kaShelatiyeli…

UEZRA 4

Inkcaso mayela nokwakha 1 Ke iintshaba zikaJuda noBhenjamin zithe zakuva ukuba abo babuyileyo ekuthinjweni nâbo besakha indlu *kaNdikhoyo uThixo kaSirayeli, 2 zasuka zeza kuZerubhabheli neenkulu zezindlu, zathi kubo: “Nathi sifuna…

UEZRA 5

UTatenayi ubhalela uDariyo 1 Ke kaloku umshumayeli uHagayi*nomshumayeli uZakariyaumzukulwana kaIdo babeshumayela kwaJuda naseJerusalem egameni likaThixo kaSirayeli ophezu kwabo. 2 Ke uZerubhabheliunyana kaShelatiyeli noYeshuwa unyana kaJozadaki baphinda bawuqhubela phambili umsebenzi wokwakha…

UEZRA 6

Umyalelo kaDariyo 1 Ngoko ke ukumkani wayalela ukuba kwenziwe uphando kumaxwebhu eembali awayegcinwe koovimba baseBhabheli. 2 Ke kaloku kwafumaneka umqulu komkhulu eAmeta kwiphondo lamaMedi. Kuwo ke kwakubhalwe kwathiwa: “Isikhumbuzo: 3…

UEZRA 7

Ukufika kukaEzra eJerusalem 1 Kamva ke, ngethuba lolawulo lukakumkani wasePeshiya uAtashasta,kwagaleleka uEzra, ephuma eBhabheli. UEzra lo wayengunyana kaSeraya, ka-Azariya, kaHilekiya, 2 kaShalum, kaZadoki, ka-Ahitubhi, 3 ka-Amariya, ka-Azariya, kaMerayoti, 4 kaZeraya,…

UEZRA 8

Ababuye kunye noEzra ekuthinjweni 1 Nazi iinkulu zezindlu ezabuya kunye nam, zikunye namawazo awayebhaliswe nazo, zivela eBhabheli ngemihla kakumkani uAtashasta:Okanye “uAtazezesi” 2 Kwinzala kaPineyasi nguGershom, kwinzala kaItamare nguDaniyeli, kwinzala kaDavide…

UEZRA 9

Umthandazo kaEzra ngemitshato 1 Ke kaloku emva kwezi zinto iinkokheli zeza kum, zathi: “AmaSirayeli la ndawonye nababingeleli nabaLevi abazahluli kwizizwe ezingabamelwana ngokubhekiselele kunqulo lwazo olungamasikizi olufana nolwamaKanana, amaHiti, amaPerezi, amaJebhusi,…

UEZRA 10

Abafazi abaziintlanga bayagxothwa 1 Ke kaloku ngoku athandazayo uEzra evuma izono, elila egqusha phantsi phambi kwendlu kaThixo, kwabakho isihlwele samaSirayeli esaqokelelana kuye – amadoda, abafazi, nabantwana. Babelila ngokubindeka okukhulu. 2…