UHAGAYI 1

Umyalelo wokwakhiwa kwendlu kaThixo 1 Ngomhla wokuqala kwinyanga yesithandathu kunyaka wesibini wolawulo lukakumkani uDariyo, ilizwi *likaNdikhoyo lafika *kumshumayeli uHagayi.Lalibhekiswa kwirhuluneli yamaJuda uZerubhabheli unyana kaShelatiyeli, kunye nombingeleli omkhulu uYeshuwaunyana kaYozadaki, lisithi:…

UHAGAYI 2

Ubunewu-newu bendlu entsha kaNdikhoyo 1 Ngomhla wamashumi amabini ananye ngenyanga yesixhenxe ilizwi *likaNdikhoyo lafika *kumshumayeli uHagayi lisithi: 2 “Thetha kunyana kaShelatiyeli uZerubhabheli irhuluneli yakwaJuda, nakunyana kaYozadaki uYeshuwa umbingeleli omkhulu, nasebantwini…