UHEZEKILE 1

UHezekile ubona ubuqaqawuli bukaNdikhoyo 1 Ke kaloku ngomhla wesihlanu kwinyanga yesine yonyaka wamashumi amathathu kwathi ndihleli nabanye abathinjwa phezu komlambo oyiKebhare, asuka avuleka amazulu,ndaza ndabona imibono ephathelele kuThixo. 2 Ngomhla…

UHEZEKILE 2

1 lisithi: “Mntundini, vuka ume ngeenyawo, ukuze ndithethe nawe.” 2 Uthe esathetha njalo ndangenwa nguMoya owasuka wandiphakamisa ndema ngeenyawo, ndaza ndamva ebhekisa kum, 3 esithi: “Mntundini, ndikuthuma kumaSirayeli, isizwe sabavukeli…

UHEZEKILE 3

1 Wathi: “Mntundini, yitye le nto uyifumeneyo, nditsho le ncwadi isongwayo, wandule uhambe uye kuthetha nendlu kaSirayeli.” 2 Ndawuvula ke umlomo, wandinika incwadi esongwayo khon’ ukuze ndiyitye. 3 Waza wathi…

UHEZEKILE 4

Umqondiso wokungqingwa kweJerusalem 1 Wathi kum *uNdikhoyo: “Ngoku ke, mntundini, thatha isitena, usibeke phambi kwakho, uze uzobe isixeko saseJerusalem kuso. 2 Wakugqiba uze usirhangqe ngezinto zokungqinga: yakha isithambeka sithi nca…

UHEZEKILE 5

UHezekile uzigugula iinwele neendevu 1 Wathi kum *uNdikhoyo: “Ngoko ke, mntundini, thatha ikrele elibukhali, ususe ngalo iinwele zakho neendevu zakho ngokungathi liyimela yokugugula. Uze uthathe isikali, wenze imilinganiso ngemilinganiso yeenwele…

UHEZEKILE 6

Ukuchaswa konqulo-zithixo 1 Ndeva ilizwi *likaNdikhoyo lisithi: 2 “Mntundini, zikhangele iintaba zakwaSirayeli, ushumayele uzikhalimele, 3 uthi: Zintabandini zakwaSirayeli, liveni izwi leNkosi uNdikhoyo. Ithi iNgangalala uNdikhoyo kwiintaba neenduli, iingxingwa neentlambo: Ndiza…

UHEZEKILE 7

Sifikile isiphelo 1 Ndeva ilizwi *likaNdikhoyo 2 lisithi: “Mntundini, ithi iNkosi uNdikhoyo kwilizwe lakwaSirayeli: “Isiphelo! Isiphelo sifikile kwiimbombo zone zomhlaba! 3 Mhlabandini, sifikile ngoku isiphelo sakho, kwaye ndiza kukubasela ngomsindo…

UHEZEKILE 8

Unqulo-zithixo endlwini kaThixo 1 Ngonyaka wesithandathu, ngosuku lwesihlanu kwinyanga yesithandathu, ndandihleli endlwini yam, amadoda amakhulu akwaJuda ethe qwelele phambi kwam, ndaza ndonganyelwa ngamandla eNkosi *uNdikhoyo. 2 Ndajonga, ndaza ndabona into…

UHEZEKILE 9

Ukubulawa kwabanquli-zithixo 1 Ndaza ndayiva iNkosi isithi: “Biza amagosa ocwangco esixeko, ngalinye kuwo liphathe isixhobo salo.” 2 Ndabona kusithi gqi isithandathu samadoda sivela kwisango eliphezulu elijonge entla, iyileyo iphethe isixhobo…

UHEZEKILE 10

Ubuqaqawuli buyafuduka endlwini kaThixo 1 Ndajonga ndaza ndabona into engathi sisihlalo sekumkani esenziwe ngelitye lesafire, sithe zinzi esibhakabhakeni ngasentla kweentloko *zezithunywa ezimaphiko. 2 Waza *uNdikhoyo wathi kwindoda enxibe izambatho zelinen:…