UHEZEKILE 11

Ukugwetywa kweenkokheli zakwaSirayeli 1 Wasuka uMoya wandifunqula wandibeka esangweni lendlu *kaNdikhoyo elijonge empumalanga. Apho ekungeneni kwesango kwakukho amadoda angamashumi amabini anesihlanu, phakathi kwawo ndabona uYazaniya unyana ka-Azure, noPelatiya unyana kaBhenaya,…

UHEZEKILE 12

Umqondiso wemfuduko 1 Ilizwi *likaNdikhoyo ndaliva lisithi: 2 “Mntundini, uhleli nabantu abangabavukeli. Banamehlo, kodwa ababoni; baneendlebe, kodwa abaphulaphuli;kuba kaloku bangabavukeli. 3 “Ngako oko, mntundini, bopha konke okwakho, ulungiselele ukufuduka. Uze…

UHEZEKILE 13

Ukugwetywa kwabashumayeli abangendawo 1 Ilizwi *likaNdikhoyo ndaliva lisithi: 2 “Mntundini, shumayela ngokuchaseneyo *nabashumayeli bakwaSirayeli abashumayela izinto abazikha engqondweni yabo, uthi kubo: Phulaphulani ilizwi likaNdikhoyo! 3 Itsho iNkosi uNdikhoyo ukuthi: ‘Yeha…

UHEZEKILE 14

Ukugwetywa kwabanqula izithixo 1 Amanye amadoda amakhulu akwaSirayeli eza kum, afika ahlala phambi kwam. 2 Ndaza ndeva ilizwi *likaNdikhoyo lisithi: 3 “Mntundini, la madoda aqulathe *izithixo ezintliziyweni zawo, aza abeka…

UHEZEKILE 15

IJerusalem ngumdiliya ongenamsebenzi 1 Ndeva ilizwi *likaNdikhoyo lisithi: 2 “Mntundini, ngaba lubhetele ukhuni lomdiliya kunemithi yasehlathini? 3 Kukho lutho lwenziwayo na ngokhuni lomdiliya? Ngaba kukhe kwenziwe izikhonkwane zokuxhoma ngalo? 4…

UHEZEKILE 16

IJerusalem engathembekanga 1 Ndeva ilizwi *likaNdikhoyo lisithi: 2 “Mntundini, yixelele iJerusalem ngezenzo zayo ezinezothe, 3 uthi: Itsho iNkosi uNdikhoyo kwiJerusalem ukuthi: Imvelaphi nenkaba yakho ikwilizwe lamaKanana; uyihlo ngumAmori, unyoko engumHiti….

UHEZEKILE 17

Amakhozi amabini nomdiliya 1 Ndeva ilizwi *likaNdikhoyo lisithi: 2 “Mntundini, thetha ngesafobe, wenzele indlu kaSirayeli umzekeliso. 3 Yithi kubo: Itsho iNkosi uNdikhoyo ukuthi: ELebhanon kwakha kwafika into enkulu yokhozi emaphiko…

UHEZEKILE 18

Umntu owonayo uya kufa 1 Ndeva ilizwi *likaNdikhoyo lisithi: 2 “Bantundini, nithetha ukuthini ezweni lakwaSirayeli xa nicaphula kweli qhalo lithi: “ ‘Ooyise bâtya iidiliya ezikrwada, suka kwabuthelezi amazinyo abantwana’? 3…

UHEZEKILE 19

Ukulilela iinkosi zakwaSirayeli 1 “Yitsho ngesililo ngenxa yeenkosi zakwaSirayeli, 2 uthi: “ ‘Unyoko wayeyingonyama phakathi kweengonyama! Ubebuthuma phakathi kwamathole eengonyama, esanyisa amathole akhe. 3 Walondla lakhula elinye ithol’ iduna, languxholovane…

UHEZEKILE 20

AmaSirayeli anenkani 1 Ngosuku lweshumi kwinyanga yesihlanu ngonyaka wesixhenxe, kweza kum iqela lamadoda amakhulu akwaSirayeli, ahlala phambi kwam, eze kubuzisa *kuNdikhoyo. 2 Ndeva ilizwi likaNdikhoyo lisithi: 3 “Mntundini, thetha namadoda…