UHLAZIYO-MNQOPHISO 21

Ubugebenga 1 “Xa sewukwelo lizwe uza kuliphiwa *nguNdikhoyo uThixo wakho, waza wafumana umntu enzakaliswe wafa engaphandle komzi, ube wena ungazi ukuba ubulewe ngubani na, 2 kufuneka amadoda amakhulu nabagwebi baye…

UHLAZIYO-MNQOPHISO 22

1 “Ukuba ubhaqa inkomo okanye igusha yomwenu ilahleka, sukuyijonga nje, koko yinqande uyigoduse. 2 Kodwa ke ukuba umniniyo uhlala kude okanye akuyazi ukuba yekabani na, yithathe uyigcine kwakho. Akufika ke…

UHLAZIYO-MNQOPHISO 23

Ukuhlela ibandla 1 “Indoda elithenwa ngokutyunyuzwa, okanye enqunyulwe ubudoda, ize ingabandakanywa nebandla labantu *bakaNdikhoyo. 2 “Umntwana wombulo ngokunjalo nenzala yakhe kude kuye kwisizukulwana seshumi maze angabandakanywa nebandla labantu bakaNdikhoyo. 3…

UHLAZIYO-MNQOPHISO 24

Ukuqhawulwa komtshato 1 “Ukuba indoda ithathe umfazi, yaza kamva yakruquka nguye ngenxa yesizathu esithile, kufuneka imbhalele incwadi yokwahlukana,ize imnike, ibe ke iyamgxotha ngolo hlobo. 2 Xa athe kamva waphinda wathathwa…

UHLAZIYO-MNQOPHISO 25

1 “Xa amaSirayeli amabini exabene, aza asana enkundleni, omnye wawo ke wafunyaniswa engenatyala, waza ke wagwetywa omnye lo; 2 ukuba ugwetywe ikatsi, umgwebi makatsho acanjalaliswe. Inani lemivumbo yakhe loxhomekeka kwelo…

UHLAZIYO-MNQOPHISO 26

Iminikelo yesivuno 1 “Wakuba ungenile wema kwelo lizwe uliphiwa *nguNdikhoyo uThixo wakho, 2 umntu ngamnye aze athathe ibhaskiti, afake ulibo lwento nganye ayilimileyo, aye nayo kuloo ndawo yonqulo yalathwe nguNdikhoyo…

UHLAZIYO-MNQOPHISO 27

Ukubhengezwa kwemiyalelo nemithetho 1 UMosis ekunye namadoda amakhulu akwaSirayeli wathi: “Ze niyithobele yonke imiyalelo endininika yona namhlanje. 2 Mhla nayiwela iJordan nangena kwelo lizwe niliphiwa *nguNdikhoyo uThixo wenu, ze nimise…

UHLAZIYO-MNQOPHISO 28

Kuluyolo ukuthobela 1 “Ke ukuba ulithobele ilizwi *likaNdikhoyo uThixo wakho, wayenza ngononophelo imiyalelo endikunika yona namhlanje, uNdikhoyo uya kukuphakamisa kunazo zonke izizwe zehlabathi. 2 Xa uthe walithobela ke walenza lizwi…

UHLAZIYO-MNQOPHISO 29

Ukuhlaziywa komnqophiso eMowabhi 1 Nantsi ke imiqathango yomnqophiso *uNdikhoyo awayalela uMosis ukuba awenze namaSirayeli kwelaseMowabhi; yona ixhasa umnqophiso owenziwa nguNdikhoyo kwintaba iHorebhe. 2 UMosis wawahlanganisa ndawonye amaSirayeli, waza wathetha nawo…

UHLAZIYO-MNQOPHISO 30

Intsikelelo yokubuyela kuNdikhoyo 1 “Zakuba zifikile zonke ezi ntsikelelo endikuxelele ngazo, zaza zakuhlela neziqalekiso, kungenzeka ukuba uzithathele ingqalelo naphi na apho uNdikhoyo uThixo wakho athe wakusasaza khona phakathi kweentlanga. 2…