UHOSIYA 1
Isingeniso 1 Nali ilizwi *likaNdikhoyo elafikela uHosiya unyana kaBheri ngexesha looUziya,uYotam,uAhazi,noHezekiya,ookumkani bakwaJuda, kunye noJerobhowamunyana kaYowashe ukumkani wakwaSirayeli. UHosiya nosapho lwakhe 2 Ekusunguleni kokuthetha *kukaNdikhoyo ngomlomo kaHosiya uNdikhoyo wathi kuye: “Hamba…