UHOSIYA 11
Ukuthandwa kukaSirayeli 1 “USirayeli ndamthanda kwasebuncinaneni bakhe; ndambiza ukuba aphume eJiputa unyana wam. 2 Ndaba ngakhwaza ndimbiza uSirayeli, suka waya ebhekela kum. Baphikela ukunikela *kooBhali; imifanekiso eqingqiweyo bayenzela iziqhumiso. 3…