UISAYA 1
UThixo ukhalimela abantu bakhe 1 KwelakwaJuda ngemihla yookumkani u-Uziya,uYotam,uAhazi,noHezekiya,uIsaya unyana ka-Amozi wafumana isityhilelo esivela kuThixo, waza wadanduluka wathetha ngokubhekiselele kwisizwe sakwaJuda neJerusalem, wenjenje: 2 Hoyi-i-i-na! Hoyina, mazulu! Bek’ iindlebe, nawe…