UISAYA 61

Iindaba ezimnandi zovuyo 1 Ke mna ndonganyelwe nguMoya woMhlekazi *uNdikhoyo, kuba kaloku uNdikhoyo undithambisile. Undithume ukubhengeza iindaba ezimnandi kumahlwempu, ndibophe abantliziyo zingamahlwili, ndibhengeze ukukhululeka kwabathinjwa, ndazise inkululeko kumabanjwa. 2 Undithume…

UISAYA 62

Igama elitsha leZiyon 1 Ngenxa yeZiyon andinakuthi cwaka, ngenxa yeJerusalem andinakuthi tu, bude ubulungisa bayo butshisele njengomsobomvu, lude usindiso lwayo lukhanye njengesibane. 2 Izizwe zobubona ubulungisa bakhe, nabo bonke ookumkani…

UISAYA 63

Impindezelo nosindiso lukaNdikhoyo 1 Ngubani na lo uthi gqi kwaEdom? Ngubani na lo uthi nyalulu ngaseBhozera, lo uvathileyo, utsho ngezimfusa, lo unyalasa ngesidima nondiliseko? “Ndim kanye mna ndisindisa ngegunya; ndiyavakalisa…

UISAYA 64

1 Akwaba ubungawakrazul’ amazulu, uhle esibhakabhakeni, khon’ ukuze neentaba zitsho zinyikime, 2 kutsho kube ngathi ngumlilo weentsasa, kube ngathi ngumlilo ubilisa amanzi. Yiza, zitsho neentshaba zakho zikuqonde, nezizwe zitsho zingcangcazele…

UISAYA 65

Umgwebo nosindiso 1 *UNdikhoyo uthi: “Ndaba ngazibonakalisa kwathi nya. Kanti ndilindele abangandifuni nganto. Ndandisithi bokhala kum; kwathi kanti bona abakhw’ apho. Ndandikulungele ukuthi: ‘Yizani, ndim lo.’ Gxebe kanti sisizwe esingandinquliyo….

UISAYA 66

Umgwebo nenceba 1 *UNdikhoyo ke uthethe wenjenje: “Izulu lona likomkhulu lam; ihlabathi ke lona ngamathânga am. Ndluni ke leyo ningandakhela yona? Yiyiphi indawo endingade ndiphumle kuyo? 2 Kaloku zidalwe ndim…