UJEREMIYA 11
Ukwaphulwa komnqophiso 1 Nali ilizwi elamfikelayo uJeremiya livela *kuNdikhoyo: 2 “Phulaphula le miqathango yomnqophiso, uyixelele abantu bakwaJuda kunye nabo bonke abemi baseJerusalem. 3 Yithi kubo utsho uNdikhoyo uThixo kaSirayeli ukuthi:…