UJEREMIYA 41

1 Kwathi ngenyanga yesixhenxe uIshmayeli unyana kaNetaniya unyana kaElishama, owayengumntwana wegazi ekwayingqwayi-ngqwayi kakumkani, waya eMizpa kuGedaliya unyana ka-Ahikam, ehamba neshumi lamadoda, baza batya kunye. Kwathi ke besahleli etafileni apho 2…

UJEREMIYA 42

Abantu bacela uJeremiya ukuba abathandazele 1 Emva koko bonke abaphathi-mabutho kunye noYohanan unyana kaKareya bekunye noYazaniyaunyana kaHoshaya nabantu bonke, abancinane nabakhulu, baya 2 kumshumayeli uJeremiya, bafika bathi kuye: “Nceda usamkele…

UJEREMIYA 43

UJeremiya usiwa eJiputa 1 Akugqiba uJeremiya ukuwathetha ebantwini bonke amazwi onke *kaNdikhoyo uThixo wabo awamthuma wona uNdikhoyo kubo, 2 uAzariya unyana kaHoshaya ekunye noYohanan kaKareya, kunye nawo onke amanye amadoda…

UJEREMIYA 44

Ilizwi likaNdikhoyo kumaJuda emi eJiputa 1 Lavakala ilizwi kuJeremiya, libhekiswa kuwo amaJuda akwelaseJiputa emi kwimimandla yaseMigidoli, eTapanesi, eNofu, nasezweni lasePatrosi, lisithi: 2 “Utsho *uNdikhoyo, uThixo onamandla onke kaSirayeli, ukuthi: ‘Niyibonile…

UJEREMIYA 45

Ilizwi likaNdikhoyo kuBharuki 1 La ngamazwi *omshumayeli uJeremiya awawabhekisa kuBharuki unyana kaNeriya ngonyaka wesine ukumkani uJoyakim unyana kaYosiya elawula kwaJuda,xa uJeremiya wayewabizela uBharuki amazwi akhe, yena ewabhala encwadini. Athi: 2…

UJEREMIYA 46

Udaba malunga neJiputa 1 Nanga amazwi *kaNdikhoyo awawabhekisa kwiintlanga ngomshumayeli uJeremiya. 2 Udaba oluya eJiputaluphathelele kumkhosi kakumkani uNeko waseJiputaowemisa eKarkemishe ngakumlambo iEfrati, wona waswantsuliswa ngukumkani uNebhukadenezare waseBhabheli ngonyaka wesine ukumkani…

UJEREMIYA 47

Udaba malunga neFilistiya 1 Nali ilizwi *likaNdikhoyo elavakala kumshumayeli uJeremiya mayela neFilistiyangaphambi kokuba ukumkani waseJiputaahlasele iGaza; 2 lithi utsho uNdikhoyo ukuthi: “Khangela ukuvumbuluka kwamanzi ngasentla atsho abe ngumdolomba oya kugubungela…

UJEREMIYA 48

Udaba malunga noMowabhi 1 Malunga noMowabhi*uNdikhoyo onamandla onke, uThixo kaSirayeli, uthi: “Kunyembelekile! INebho ibhukuqiwe! Yona iKiriyatayim ihlazekile, ithinjiwe; inqabaidiliziwe yahlazeka. 2 Luphele nya udumo lwakwaMowabhi. EHeshbhon baceba ububi ngoMowabhi, bathi:…

UJEREMIYA 49

Udaba malunga noAmon 1 Malunga noAmon*uNdikhoyo utsho ukuthi: “Akananyana na uSirayeli? Akanandlalifa na? Kutheni uMilikom elithimbile ilifa likaGadi? Kutheni iidolophu zakwaGadi zimiwe ngabantu bakaMilikom?” 2 Kambe ke, nguwo lo umlomo…

UJEREMIYA 50

Udaba malunga neBhabheli 1 Nâli ilizwi *uNdikhoyo awalithethayo ngomshumayeli uJeremiya malunga neBhabhelinezwe lamaKaledi: 2 “Xelani nivakalise ezintlangeni, niphakamise ibhanile niqononondise. Musani ukufihlisa, koko yithini: ‘Ithinjiwe iBhabheli; uhlazekile uBhele; uMarduki uyankwantya…