UJEREMIYA 51

1 Utsho uNdikhoyo ukuthi: “Niyabona, iBhabheli nabemi beLebhe-kamayi ndibazisela umoya otshabalalisayo. 2 Ndiya kuthumela eBhabheli abantu bokwela abaya kuyivuthulula baliphanzise ilizwe layo. Baya kuyifikela macala onke ngomhla wentlekele. 3 Umtyedi…

UJEREMIYA 52

Ukuwa kweJerusalem 1 Ukuqala kwakhe ukulawula uZedekiya wayeneminyaka emashumi mabini ananye, waza ke walawula eJerusalem iminyaka elishumi elinanye. Unina yayinguHamutali intombi kaJeremiya waseLibhena. 2 KwanjengoJoyakim naye wenza ububi emehlweni *kaNdikhoyo….