UJONA 1

Ukubaleka kukaJona 1 Ke kaloku ilizwi *likaNdikhoyo lafikela uJonaunyana ka-Amitayi, lisithi: 2 “Hamba uye kweso sixekokazi siyiNiniva, usishumayeze, kuba inkohlakalo yaso seyide yaza kufika nakum.” 3 Kambe ke yena uJona…

UJONA 2

UJona uyathandaza 1 Elapho embilinini waloo ntlanzi uJona wathandaza *kuNdikhoyo uThixo wakhe, 2 wathi: “Ekubandezelekeni kwam ndakhala kuNdikhoyo, waza ke yena wandiphendula. Ndakhala ndisemathunjini engcwaba, waza ke wena waliva ilizwi…

UJONA 3

UJona uya eNiniva 1 Liphinde lafika ilizwi *likaNdikhoyo kuJona, lisithi: 2 “Hamba uye kweso sixekokazi siyiNiniva, ufike ushumayele olu daba ndikunike lona.” 3 Ke uJona walithobela ilizwi likaNdikhoyo, waya eNiniva….

UJONA 4

Ukucaphuka kukaJona nenceba kaThixo 1 Ke kaloku esi sehlo samkhathaza uJona, wacaphuka gqitha. 2 Wathandaza *kuNdikhoyo esithi: “Kwowu, Ndikhoyo, le nto yileya ndayithethayo kwandisesekhaya. Kwakungenxa yayo ndakhawulezayo ukubalekela eTashishe. Bendisazi…