UMALAKI 1

Intshayelelo 1 Nalu udaba olundilisekileyo, nditsho ilizwi *likaNdikhoyo kumaSirayeli eleza noMalaki. Ukuthandwa kukaSirayeli 2 *UNdikhoyo uthi: “Ndiyanithanda.” Kodwa nina nithi: “Usithanda njani?” Utsho ke uNdikhoyo ukuthi: “UEsawu asimtakwabo-Yakobi na? Kanti…

UMALAKI 2

Ukukhalinyelwa kwababingeleli 1 “Ngoko ke lo myalelo ubhekiswa kuni, babingelelindini.” 2 *UNdikhoyo onamandla onke uthi: “Ukuba aniphulaphuli nizimisele ngeentliziyo zenu ukulihlonela igama lam, ndiya kunithumela ishwangusha, nentsikelelo yenu ndiyenze ibe…

UMALAKI 3

1 “Uyabona ke, ndiyasithuma isigidimi sam esiza kundigabulela izigcawu.Ke yona iNkosi le niyilindeleyo yosuka ifike ngequbuliso kule ndlu yayo, nditsho uMthunywa woMnqophiso enimlangazelelayo.” Utsho *uNdikhoyo onamandla onke. 2 Yaz’ba ngubani…

UMALAKI 4

1 *UNdikhoyo onamandla onke uthi: “Inene iyeza imini evutha okweziko apho bonke abakhukhumeleyo nabenzi bobubi baya kutsha njengomququ. Ewe, ngaloo mini baya kutsha baphele tu, kungasali sebe nangcambu. 2 Ke…