UMARKO 1

UYohane umbhaptizi 1 Naku ukusungulwa kweendaba ezimnandi ezingoYesu Krestu, uNyana kaThixo. 2 Kunjengoko umshumayeli uIsaya walithethayo ilizwi likaThixo esithi: “Naso isigidimi sam esiya kukwandulela sikugabulele izigcawu. 3 Kuvakala ilizwi lodandulukayo…

UMARKO 2

Ukuphiliswa kofe umzimba 1 Kwakuba ntsuku, uYesu wabuyela eKapernahum; kwavakala ukuba usekhayeni lakhe. 2 Ke kwahlanganisana into eninzi yabantu, kwada akwabikho ndawo nangasemnyango. Kwathi ke xa uYesu wayesashumayela, 3 kwafika…

UMARKO 3

Ukuphiliswa kowome isandla 1 Waphinda uYesu wangena *endlwini yesikhungo. Apho kwakukho umntu owayome isandla. 2 Babemlalele ke befuna ukubona ukuba womphilisa na *ngoMhla woPhumlo, ukuze bammangalele. 3 UYesu wathi kuloo…

UMARKO 4

Umzekeliso ngomhlwayeli 1 Kwakhona uYesu wafundisa ngaselwandle. Saza isihlwele esasihlanganisene ngakuye saba sikhulu kangangokude yena aye kukhwela esikhitshaneni, ahlale kuso elwandle. Isihlwele sona sasiselunxwemeni apho. 2 Ke wayebafundisa iindawo ezininzi…

UMARKO 5

Ukuphiliswa komntu waseGerasa oneendimoni 1 Bafika phesheya koLwandle lwaseGalili, kummandla welaseGerasa. 2 Akuba uYesu ephumile esikhitshaneni, wahlangatyezwa ngumntu onendimoni, esuka emangcwabeni, 3 apho wayehlala khona. Ke kwakungekho bani unako ukumbopha…

UMARKO 6

Ukudelwa kukaYesu eNazarete 1 Wemka apho uYesu, wabuyela kowabo, elandelwa ngabafundi bakhe. 2 Uthe ke, kwakuba *nguMhla woPhumlo, wafundisa *endlwini yesikhungo. Kwakukho abantu abaninzi apho, abathe, bakuva, bamangaliswa, besithi: “Lo…

UMARKO 7

Isithethe samanyange 1 *AbaFarasi nabachazi-mthetho abathile bahlanganisana ngakuYesu, bevela eJerusalem, 2 baza babona abathile kubafundi bakhe besitya isonka ngezandla ezinomlaza, ezingahlanjwanga. 3 Kaloku abaFarasi namaJuda onke abatyi bengazihlambanga izandla ngokwesiko,…

UMARKO 8

UYesu wandisa ukutya kwakhona 1 Ngaloo mihla, xa kwakuhlanganisene isihlwele kwakhona, singenanto sinokuyitya, uYesu wababizela kuye abafundi bakhe, wathi kubo: 2 “Ndiyavelana nesi sihlwele, kuba sekuziintsuku ezintathu aba bantu bekunye…

UMARKO 9

1 Wathi kubo: “Ndithi kuni, inene, kukho abathile kwabakhoyo apha abangayi kuze beve kufa, bade bakubone ukuthwasa kolawulo lukaThixo olunobunganga.” UYesu wenziwa kumila kumbi 2 Emva kweentsuku ezintandathu, uYesu uthathe…

UMARKO 10

Uqhawulo-mtshato 1 Emkile apho, uYesu waya kwelakwaJuda naphesheya kweJordan. Kwabuya ke kwahlanganisana izihlwele ngakuye, waza wathi ngokwesiqhelo sakhe wazifundisa. 2 Bafika *abaFarasi, bathi ngokumlinga bambuza ukuba kuvumelekile na ukuba indoda…