UMATEWU 11
UYohane umbhaptizi uthumela abafundi kuYesu 1 Kwathi uYesu akugqiba ukubayalela abafundi bakhe abalishumi elinambini, wemka apho, waya kushumayela kwiidolophu zalapho. 2 UYohane, esentolongweni, weva ngemisebenzi kaKrestu, waza wathumela abafundi bakhe,…