UMATEWU 21

UYesu ungena eJerusalem ekhwele idonki 1 Kwathi bakusondela eJerusalem, befikile eBhetefage ngaseNtabeni yemiNquma, uYesu wathuma ababini kubafundi bakhe, 2 esithi kubo: “Hambani niye kule dolophana nikhangelene nayo. Nothi ke kwangoko…

UMATEWU 22

Umzekeliso ngesidlo esikhulu 1 Waphinda uYesu wathetha nabo ngemizekeliso, esithi: 2 “Ukulawula kukaThixo kunokufaniswanokumkani owamenzela umsitho unyana wakhe. 3 Wazithuma izicaka zakhe ukuba ziye kubabiza abamenyiweyo, beze emsithweni. Kodwa bona…

UMATEWU 23

UYesu ulumkisa ngabachazi-mthetho nabaFarasi 1 Waza uYesu wathetha nesihlwele nabafundi bakhe, 2 esithi: “Abachazi-mthetho *nabaFarasi banegunya lokuchaza *umthetho kaMosis. 3 Ke ngoko kuveni nikwenze konke abanokuthi banixelele kona; kodwa ukwenza…

UMATEWU 24

UYesu uthetha ngokudilizwa kwendlu kaThixo 1 Xa uYesu wayephuma *endlwini kaThixo bafika abafundi bakhe, bambonisa isakhiwo sendlu leyo. 2 Waphendula wathi kubo: “Niyazibona zonke ezi zinto? Ndithi kuni, inene, akuyi…

UMATEWU 25

Umzekeliso ngeentombi ezilishumi 1 “Ngelo xesha ulawulo lukaThixoluya kufana nokweentombi ezilishumi, ezazithathayo izibane zazo, zaya kuhlangabeza umyeni. 2 Ke ezintlanu kuzo zazizizidenge, ezintlanu zizizilumko. 3 Ezizizidenge zazithatha izibane zazo, kodwa…

UMATEWU 26

UYesu uyabhungwa 1 Xa uYesu wayewagqibile onke la mazwi, wathi kubafundi bakhe: 2 “Niyazi ukuba emva kweentsuku ezimbini iza kuba *yiPasika. Wothi ke *uNyana woLuntu anikelwe ukuba abethelelwe emnqamlezweni.” 3…

UMATEWU 27

UYesu usiwa kuPilato 1 Kwakusa, bonke ababingeleli abaziintloko namadoda amakhulu babhunga ngoYesu ngenjongo yokuba abulawe. 2 Bambopha ke uYesu, bemka naye, bamnikela kwirhuluneli uPilato. Ukuzibulala kukaJudas 3 UJudas, lowo wangcatsha…

UMATEWU 28

Ukuvuka kukaYesu 1 Wakuba udlule *uMhla woPhumlo, ekuseni ngeCawe, kwafika uMariya waseMagadala nomnye uMariya, beze kukhangela ingcwaba. 2 Kwasuka kwabakho ukunyikima okukhulu komhlaba, kuba isithunywa seNkosi sehla ezulwini, saza saliqengqa…