UMIKA 1

Intshayelelo 1 Nali ilizwi *likaNdikhoyo elafikela uMika waseMoreshete ngemihla kaJotamnoAhazinoHezekiya,ookumkani bakwaJuda, awalibonayo ngokusingisele kwiSamariya neJerusalem: ISamariya neJerusalem 2 Yivani, nina nonke zizwe; phulaphulani, mhlaba nabo bonke abemiyo kuwo. *UNdikhoyo uSomandla…

UMIKA 2

Isohlwayo sabacinezeli 1 Mawoo ke, nina baceba ububi – nditsho nina bayila inkohlakalo kwiimandlalo zenu! Kwakusa benza loo nkohlakalo, kuba kaloku isemandleni abo. 2 Bakunqwenela intsimi bayayohlutha; bakubawela indlu bayayoxutha….

UMIKA 3

Kugxekwa iinkokheli zakwaSirayeli 1 Suka ke mna ndathi: “Phulaphulani, zinkokheli zakwaYakobi, nani balawuli bendlu kaSirayeli. Beningafanele na ukubuqonda ubulungisa? 2 Kambe ke, nibuthiyil’ ubulungisa, nithand’ ububi. Abantu bam nibahlubulula ulusu,…

UMIKA 4

Uxolo olungaphele ndawo 1 Ke kaloku ngemihla yokugqibela intaba emi kuyo indlu *kaNdikhoyo iya kuba yeyona ibalaseleyo, izikrobele zonke iinduli; nabantu baya kugxalathelana ukuya kuyo. 2 Ewe, izizwe ezininzi ziya…

UMIKA 5

Umlawuli oya kuphuma eBhetelehem 1 Hlanganisa umkhosi, wena sixeko sihlaselwayo! Kaloku thina basingqingile. Ke yena umlawuli kaSirayeli baya kumbetha ngentonga esidleleni. 2 “Kambe ke nawe, Bhetelehem yase-Efrata, udeleke unjalo kwizindlu…

UMIKA 6

UNdikhoyo umangalela amaSirayeli 1 Phulaphulani oko *uNdikhoyo akuthethayo: “Phakama uxoxe, zive neentaba; neenduli mazilive ilizwi lakho. 2 Kuveni ukubambana kukaNdikhoyo, zintaba. Phulaphulani, ziseko ezingatshitshiyo zehlabathi. UNdikhoyo ubabeka ityala abantu bakhe;…

UMIKA 7

Ubugxwayiba bamaSirayeli 1 Mawoo! Hayi ubugxwayiba endikubo! Sendifana nokhwahlaza iziqhamo, obhikica esidiliyeni ehlotyeni. Phi ke? Akukho nesihloko esi seediliya sokuba nditye! Akusekho neli lolibo ikhiwane! 2 Akasekho amadoda anyanisekileyo emhlabeni;…