UMSEBENZI WABATHUNYWA 11

Ingxelo kaPetros ebandleni laseJerusalem 1 *Abathunywa namakholwa akulo lonke elakwaJuda, eva ukuba iintlanga nazo zilamkele ilizwi likaThixo. 2 Akubuyela eJerusalem uPetros, amaJuda angamakholwa amgxeka esithi: 3 “Wena ubulundwendwe lwabantu abangolukiyo…

UMSEBENZI WABATHUNYWA 12

Ukubulawa kukaYakobi nokubanjwa kukaPetros 1 Ngeli thuba naye ukumkani uHerode wabatshutshisa abathile balo ibandla. 2 Wambulala ngekrele uYakobi umntakwabo-Yohane. 3 Uthe akuqonda ukuba esi senzo siwakholisile amaJuda, waqhubela phambili ngokuvalela…

UMSEBENZI WABATHUNYWA 13

1 Ke kaloku ebandleni laseAntiyokwe kwakukho abashumayeli nabefundisi: uBharnabha, uSimonekwakusithiwa nguMnyamana, uLukiyo waseKirene, uManayen owayekhuliswe noHerode irhuluneli, kunye noSawule. 2 Ekuyikhonzeni kwabo iNkosi, bezila ukutya, uMoya oyiNgcwele wathi kubo: “Ndikhetheleni…

UMSEBENZI WABATHUNYWA 14

UPawulos noBharnabha eIkoniyo 1 NaseIkoniyo yaba sesezolo: uPawulos noBharnabha baya *endlwini yesikhungo baza bathetha kangangokuba iqela elikhulu lamaJuda neentlanga lazinikela. 2 Kodwa amaJuda angakholwayo azixhokonxa iintlanga, azifaka umoya ombi ngakumakholwa….

UMSEBENZI WABATHUNYWA 15

Intlanganiso yaseJerusalem 1 Amadoda athile asuka eJerusalem, aya eAntiyokwe afundisa amakholwa esithi akanako ukusindiswa ngaphandle kokuba olùswe *ngokomthetho kaMosis. 2 UPawulos noBharnabha baba nengxoxo eshushu nabo ngalo mbandela, kwaza kwagqitywa…

UMSEBENZI WABATHUNYWA 16

UTimoti uhamba noPawulos noSilas 1 UPawulos waya eDerbhe naseListra. Apho kwakukho ikholwa eligama linguTimoti, onina wayekwalikholwa, engumJudakazi, uyise yena engumGrike. 2 Onke amakholwa aseListra naseIkoniyo ayemazi ngesimilo esihle uTimoti. 3…

UMSEBENZI WABATHUNYWA 17

Isiphithi-phithi eTesalonika 1 Bahamba ke, badlula eAmfipoli naseApoloniya, bada baya kufika eTesalonika, apho yayikho *indlu yesikhungo yamaJuda. 2 Njengoko ebeqhele ukwenjenjalo, uPawulos waya endlwini yesikhungo leyo. Apho wayexoxa nabantu *ngeziBhalo…

UMSEBENZI WABATHUNYWA 18

UPawulos eKorinte 1 Emva koko uPawulos wemka eAtene, wabheka eKorinte. 2 Apho wadibana nomJuda ogama linguAkwila, owazalelwa ePonto, ekunye noPrisila umkakhe. Wayesand’ ukufika apho, evela eItali, ekubeni *uKhesare Klawudiyo wawagxothayo…

UMSEBENZI WABATHUNYWA 19

UPawulos e-Efese 1 Ngexesha uApolo wayeseKorinte, uPawulos yena wacanda phakathi kuloo mimandla, waya kufika e-Efese. Apho wafumana iqela labalandeli bakaYohane, 2 wababuza wathi: “Namamkela na uMoya oyiNgcwele ukuzinikela kwenu?” Baphendula…

UMSEBENZI WABATHUNYWA 20

UPawulos eMakedoni nakwelamaGrike 1 Lwakuba ludambile udushe olo, uPawulos wawahlanganisa amakholwa, wawanika amazwi enkuthazo nawokwahlukana. Waza wasuka apho wasinga kwelaseMakedoni. 2 Watyhutyha loo mimandla, ehamba ethetha amazwi enkuthazo ebantwini. Wafika…