UMSEBENZI WABATHUNYWA 21
UPawulos uya eJerusalem 1 Sakwahlukana nabo, sangena enqanaweni, sahamba ngqo sada saya kufika eKos. Ngengomso sagaleleka eRodo, sasuka saya kutsho ePatara. 2 Safumana inqanawa apho eyayisiya eFenike, saza sangena kuyo,…
UPawulos uya eJerusalem 1 Sakwahlukana nabo, sangena enqanaweni, sahamba ngqo sada saya kufika eKos. Ngengomso sagaleleka eRodo, sasuka saya kutsho ePatara. 2 Safumana inqanawa apho eyayisiya eFenike, saza sangena kuyo,…
1 “Mawethu, nani bobawo, khanindiphulaphule xa ndiziphendulelayo.” 2 Bathi bakumva ukuba uthetha ngesiHebhere, bathi cwaka. Waza waqhuba wathi uPawulos: 3 “Mna ndingumJuda, ndazalelwa eTarso kwelaseKiliki, kodwa ndakhulela apha eJerusalem, ndingumfundi…
1 UPawulos wawajonga ntsho amalungu eBhunga, wathi: “Mawethu, kude kuze kuba yile mininje andinasazela nganto ngobomi bam bonke phambi koThixo.” 2 Akutsho, umbingeleli omkhulu uHananiya wayalela ukuba uPawulos ampakazwe emlonyeni…
UPawulos umangalelwa ngamaJuda 1 Emva kweentsuku ezintlanu umbingeleli omkhulu uHananiya waya eKhesariya, ekunye nabadala abathile noTertulo igqwetha. Bavela phambi kwerhuluneli bemmangalela uPawulos. 2 Weziswa uPawulos, waza uTertulo wammangalela wenjenje: “Felekis,…
UPawulos ubhenela kuKhesare 1 Akuba ntsuku-ntathu efikile kwelo phondo uFesto, wesuka eKhesariya, wahambela eJerusalem. 2 Ababingeleli abaziintloko nabakhokeli bamaJuda, bezisa izityholo kuye ngoPawulos. Bamcenga uFesto 3 ukuba ancede amse eJerusalem…
UPawulos uyazithethela phambi koAgripa 1 UAgripa wathi kuPawulos: “Uvumelekile ukuzithethelela.” UPawulos ke waphakamisa isandla, wenjenje ukuziphendulela: 2 “Kumkani Agripa, ndinenyhweba ukuba ndibe ndiza kuziphendulela phambi kwakho namhlanje, kuzo zonke ezi…
UPawulos usiwa eRoma ngenqanawa 1 Kwakuba kugqityiwe ukuba sisiwe ngenqanawa eItali, uPawulos ekunye namanye amabanjwa banikelwa kuJuliyo, owayengumphathi-butho lomkhosi ekuthiwa libutho *likaKhesare. 2 Sangena enqanaweni eyayivela eAdramita, iza kunduluka iye…
UPawulos esiqithini saseMalta 1 Ekubeni sisindile safika apho esiqithini, safumana ukuba igama laso yiMalta. 2 Abantu balapho basenzela ububele. Yana imvula, kwaza kwabanda kakhulu. Ke kaloku abantu balapho basibasela umlilo,…