UNEHEMIYA 1

Ixhala likaNehemiya ngeJerusalem 1 Nali ibali likaNehemiya unyana kaHakaliya. Kunyaka wamashumi amabini kwinyanga uKislevu, ndathi ndikomkhulu eSusa, 2 kwafika uHanani omnye kumawethu, evela kwelakwaJuda namanye amadoda. Ndabancina ngemibuzo, ndifuna ukuqonda…

UNEHEMIYA 2

UNehemiya uthunyelwa eJerusalem 1 Ngenyanga uNisan kunyaka wamashumi amabini kakumkani uAtashasta,ngethuba lokunikwa kwakhe iwayini, ndayithatha iwayini leyo ndamnika. Ukumkani wayengazange andibone ndilusizi ngaphambili, 2 ngoko ke ukumkani wathi kum: “Ungaguli…

UNEHEMIYA 3

Abakhi bodonga 1 Ke umbingeleli omkhulu uEliyashibhi kunye noogxa bakhe ababingeleli bahamba baya kwakha iSango leeGusha. Balinikezela, bawabuyisela namasango, bakha baya kuthi xhaxhe ngeNqaba yeKhulu abayinikezelayo, baqhuba bema ngeNqaba kaHananeli….

UNEHEMIYA 4

Inkcaso ekwakheni 1 Akuva ukuba siyalwakha udonga uSanebhalati wachukumiseka wakhathazeka gqitha. Waphoxisa ngawo amaJuda, 2 ethetha bekho noogxa bakhe nomkhosi waseSamariya. Wayesithi: “Zenza ntoni ezi ngcekengceke zamaJuda? Athi angaluvusa na…

UNEHEMIYA 5

UNehemiya usiza amahlwempu 1 Ngoku ke amadoda nabafazi bawo benza isimbonono bekhalazela amawabo angamaJuda. 2 Abanye babesithi: “Thina noonyana neentombi zethu sibaninzi; ngoko ke ukuze sibe nokutya siphile kufuneka sikufumane…

UNEHEMIYA 6

Ukwakha kusachaswa 1 Ke kaloku kwavakala kuSanebhalati, uTobhiya, noGeshem umArabhu, nezinye ke iintshaba zethu, ukuba ndibuye ndalwakha udonga, akwasala nasinye isikhewu, nangona ukuza kuthi gaa kwelo thuba ndandingekazifaki iingcango zamasango….

UNEHEMIYA 7

1 Emva kokugqitywa kodonga ndafakela iingcango ezindaweni zazo, kwaza kwamiselwa abalindi-masango, iimvumi, nabaLevi. 2 Ndamisela umntakwethu uHanani ukuba avelele iJerusalem, ekunye noHananiya ingqwayi-ngqwayi yenqaba, kuba wayengumfo onentembeko, uThixo emhlonela ngaphezu…

UNEHEMIYA 8

1 bonke abantu baqokelelana ebaleni phambi kweSango laManzi. Baza ke babiza umchazi-mthetho uEzra, bathi makeze nencwadi yomthetho kaMosis, lowo wagunyaziswa *nguNdikhoyo kumaSirayeli. 2 Ngoko ke ngomhla wokuqala kwinyanga yesixhenxe umbingeleli…

UNEHEMIYA 9

AmaSirayeli ayazohlwaya 1 Ke kaloku ngomhla wamashumi amabini anesine kwakuloo nyanga amaSirayeli aqokelelana, azila, anxiba ezirhwexayo, ezigalela ngomhlaba entloko. 2 AmaSirayeli omthonyama azahlukanisa neentlanga, ema ngeenyawo, azivuma izono zawo ndawonye…

UNEHEMIYA 10

1 Owokuqala ukusayina isivumelwano ibingumlawuli uNehemiya unyana kaHakaliya, emva koko yaba nguZedekiya. 2 Basayina ke naba: ababingeleli: uSeraya noAzariya noJeremiya, 3 uPashure noAmariya noMalekiya, 4 uHatushe noShebhaniya noMaluki, 5 uHarim…